artists: a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9

lirik lagu lengoma – zahara

abantu k’dala bend’valel’indlela
besisthi andiyonto
futhi ndiyaboniswa
kodw’i
ingom’engaphakathi kwam ibalis’ibali nokuwa
nokuvuka komntu
nolonwab’olungapheliyo

[chorus:]
nd’yathandaz’uyive lengoma
izovuselel’umphefumlo wakho
ik’nik’ithemb’elitsha

kudal’usithi nyawo zam
ndise
ndikhokhele undise kwantliziyo ndise apho
kungenjena umphefumlo wam wahlukene

[chorus:]
nd’yathandaz’uyive lengoma
izovuselel’umphefumlo wakho
ik’nik’ithemb’elitsha

- kumpulan lirik lagu zahara