lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu umzali wam – simphiwe dana

Loading...

wo mzali wam mzali wam hehehe
umzali wam (backing vocals)

wo mzali wam mzali wam hehehe
umzali wam (backing vocals)

wo ye ye ye mzali wam hehehe
umzali wam (backing vocals)

wo ye ye ye wonyantsula mamjoli
umzali wam (backing vocals)
wo ye ye ye ye ye ye wodakasa mamjoli
umzali wam (backing vocals)
wandithwala mamjoli mzali wam ye ye ye
umzali wam (backing vocals)
wandithwal’ emagxeni mzali wam
umzali wam (backing vocals)
mzali wam mzali wam mzali wam ((backing vocals)

1st verse:

ungamabala mabal’ omnyama
zinga lakho lokthanda

lizisilanga (backing vocals)

ntsikelelo zezam ye ye zezam ye ye ye
ndizalwa nguwe (backing vocals)
zalwa ndingenanto ze ndibenako konke (backing vocals)

ungumnqweno ndowfezekisa (backing vocals)
uyinkululeko magameni am (backing vocals)
ndokwenza njani ndokwenza njani
undishiya undishiya

ungumnqweno ndowfezekisa (backing vocals)
uyinkululeko magameni am (backing vocals)
ndokwenza njani (backing vocals)
xa kungenzeka (backing vocals)
undishiye he he he he (backing vocals)

ungandishiyi
ndihleli ndindedwa
uhlel’ ukhona hlel’ ukhona

phefumla, phefumla (backing vocals)
watsh’ umama (backing vocals)
wakhal’ inyembezi (backing vocals)

phefu hu hu hu hu humla phefumla (backing vocals) – and she broke down and cried, her tears washed over me (backing vocals)
phefu hu humla phe he he fumla (backing vocals) – and we pushed and we pushed and we pushed (backing vocals)
swung away from the fire yeah he he he he he he (backing vocals)

and so deeper we go, deeper
deeper

wo yeh yeh yeh yeh yeh yeh
tyhini uzele mamjoli (backing vocals)
woy yeh yeh yeh yeh yeh yeh yeh yeh yeh
tyhini uzele mamjoli (backing vocals)
wo ngathwal’ izandl’ entloko
hayi uzele mamjoli (backing vocals)
wen’ uzele wen’ uzel’ apha k-m
hayi uzele mamjoli (backing vocals)
wen’ uzele wen’ uzel’ apha k-m
wena uzele mamjoli (backing vocals)
ungamtyholi ngant’ uqamata
hayi uzele mamjoli (backing vocals)
ungamtyholi ngant’ uqamata
wena uzele mamjoli (backing vocals)
wasityal’ isizalo sakho
wena uzele mamjoli (backing vocals)

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...