lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu zundithwale – betusile

Loading...

zundithwale nakaloku
ngezo ngalo zobubele

zundithwale nakaloku
ngezo ngalo zobubele

sendiziphosa kuwe
nkosi yesu zundithabathe

sendiziphosa kuwe
nkosi yesu zundithabathe

izixhobo zam ziwile
zithathiwe ngusathane

izixhobo zam ziwile
zithathiwe ngusathane

xandiyekelelwa nguwe
ndophalala njengamanzi

xandiyekelelwa nguwe
ndophalala njengamanzi

zundithwale nakaloko
ngezo ngalo zobubele

zundithwale nakaloko
ngezo ngalo zobubele

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...