
apho - alfa mist lyrics
[verse]
thatha ixesha londicinga
ukhumbul’ukuba
sakhe sasobabini kwelilizwe
ntsuku zonke indim nawe
sibambene ngezandla
sisithi sofelena
[chorus]
apho’ (apho’) aph uhleli khona? (uhleli khona)
apho’ (apho’) aph uhleli*
ukhe (ukhe) ukhundicinge? (dicinge)
ukhe (ukhe) ukhundi*
apho’ (apho’) aph uhleli khona (uhleli khona)
apho’ (apho’) aph uhleli*
ukhe (ukhe) ukhundicinge? (dicinge)
apho’ (apho’) aph uhleli khona?
[verse]
thatha ithuba londicinga
ukhumbul’ukuba
sakhe sasobabini kwelilizwe
ntsuku zonke indim nawe
sibambene ngezandla
sisithi sofelena
[chorus]
apho’ (apho’) aph uhleli khona? (uhleli khona)
apho’ (apho’) aph uhleli*
ukhe (ukhe) ukhundicinge? (dicinge)
ukhe (ukhe) ukhundi*
apho’ (apho’) aph uhleli khona? (uhleli khona)
apho’ (apho’) aph uhleli*
ukhe (ukhe) ukhundicinge? (dicinge)
apho’ (apho’) aph uhleli khona?
Random Song Lyrics :
- capadócia - bullet bane lyrics
- quem que tava lá - miranda & ramon raggani lyrics
- be friends - vinzent lyrics
- here now - ollie lyrics
- fogão icecream - naoeofer lyrics
- on with the show - the idle race lyrics
- nə bəxtiyardıq - aygün bəylər lyrics
- realpolitik - live - worker & parasite lyrics
- dirtyy - northlutsa lyrics
- dla mnie - fitro lyrics