
amagingxigingxi, - amanda black lyrics
[intro]
am i really alright, or am i just trying too hard?
am i really alright?
hai andazi, ukuba ndizophelelaphi
hai andazi, ukuba ndizophelelaphi
[pre*chorus]
kodwa kubuhlungu, kodwa ndiyazama
kodwa ndiyavuka, kodwa ndiyaphanda
kodwa kubuhlungu, kodwa ndiyazama
kodwa ndiyazama
kodwa kubuhlungu, kodwa ndiyazama
kodwa ndiyavuka, kodwa ndiyaphanda
kodwa kubuhlungu, kodwa ndiyazama
kodwa ndiyazama
[chorus]
kodwa hai hai, hai amagingxigingxi (gingxi)
hai amagingxigingxi (gingxi)
ndizothini mina? ah yeah, ah yeah
hai hai, hai amagingxigingxi (gingxi)
hai amagingxigingxi (gingxi)
ndizothini mina? ah yeah, ah yeah
[post*chorus]
gingxigingxi
gingxigingxi
thini mina, thini mina
gingxigingxi
gingxigingxi
gingxigingxi
thini mina, thini mina
gingxigingxi
[verse]
i’ve been feeling down, umthwalo uyand’sinda
even like ingqondo ziyand’shiya
so much pain, don’t know what i did, what i did yeah yeah
it’s okay at least i know i still feel
pinch myself awake to see it’s real
though i’m down, giving up and’kwazi
[pre*chorus]
kodwa kubuhlungu, kodwa ndiyazama
kodwa ndiyavuka, kodwa ndiyaphanda
kodwa kubuhlungu, kodwa ndiyazama
kodwa ndiyazama
kodwa kubuhlungu, kodwa ndiyazama
kodwa ndiyavuka, kodwa ndiyaphanda
kodwa kubuhlungu, kodwa ndiyazama
kodwa ndiyazama
[chorus]
kodwa hai hai, hai amagingxigingxi (gingxi)
hai amagingxigingxi (gingxi)
ndizothini mina? ah yeah, ah yeah
hai hai, hai amagingxigingxi (gingxi)
hai amagingxigingxi (gingxi)
ndizothini mina? ah yeah, ah yeah
[post*chorus]
gingxigingxi
gingxigingxi
thini mina, thini mina
gingxigingxi
gingxigingxi
gingxigingxi
thini mina, thini mina
gingxigingxi
Random Song Lyrics :