
ngozi - anatii lyrics
[hook : anatii]
haaa nantsi ingozi, ufuna ntoni? vele ndabiza amadlozi
haaa nantsi ingozi, ufuna ntoni? vele ndabiza amadlozi
ooooh mhlambi seniyingi le mali le, oh lemali le, ooh ininzi le mali le
haaaaa mhlambi seniyingi le mali le, oh lemali le, ooh iningi le mali le
oh kunini ndibaleka? oooh kunini ndibaleka? oooh ininzi le mali le umashonisa uyandkhangela. (x4)
[verse : anatii]
wonk’ umuntu ufun’ i good life, instead of working they want good times ooooh
i can show you what it look like, do whatever just to survive oooh
kutheni nibiz’ amapolisa? nizondibambisa xolisa
kutheni nibiz’ amapolisa? bescel’ afownel’ unolitha, aze nemali azos’ nika, siphume kulent’ obanelishwa
nizondibambisa xolisa
[hook : anatii]
haaa nantsi ingozi, ufuna ntoni? vele ndabiza amadlozi
haaa nantsi ingozi, ufuna ntoni? vele ndabiza amadlozi
ooooh mhlambi seniyingi le mali le, oh lemali le, ooh ininzi le mali le
haaaaa mhlambi seniyingi le mali le, oh lemali le, ooh iningi le mali le
oh kunini ndibaleka? oooh kunini ndibaleka? oooh ininzi le mali le umashonisa uyandkhangela. (x4)
[outro : anatii]
iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza
hayi, andikwazi, upheza, andikwazi upheza
iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza, iyeza
hayi, andikwazi, upheza, andikwazi upheza
yhelelele, yhelelele, yhelelele
Random Song Lyrics :
- no respect - yeire13 lyrics
- newatchready - gr0p lyrics
- makine - cojo crazy ft. floyd lyrics
- lonely - qwemouzo lyrics
- вторая любовь. (second love.) - deadzed lyrics
- kesätuuli - samuli myrsky lyrics
- zu gut - falcke lyrics
- encore une fois - julien lieb lyrics
- whatdoiknow? (interlude) - shazza lyrics
- copper coins - brynn cartelli lyrics