
salanabani (13.8.18) - bongeziwe mabandla lyrics
ndosalanabani?
xa ndishiywa nguwe
xa ndishiywa nguwe
ndosalanabani?
xa ndishiywa nguwe
xa ndishiywa nguwe
ndosalanabani?
xa ndishiywa nguwe
xa ndishiywa nguwe
[verse 1]
ngabe nguwe lona
oth’ ufuna ukuhamba?
uyayazukuba andiphili ngaphandle kwakho
uthi ndenzenjani
xa konke kuphelile?
ulithatha iphupha lami
khawundixelele
ndikwenzeni na?
bendizama ukubonis’ uthando lwami
masinganikezeli
emva konk’ esidlule kuko
ntliziyo yami, ndayinika wena
[chorus]
ndosalanabani
xa ndishiywa nguwe?
xa ndishiywa nguwe
ndosalanabani
xa ndishiywa nguwe?
xa ndishiywa nguwe
[verse 2]
kutheni undibulala?
ufun’ undibulala
wen’ undibulala
musa ukundibulala
ufun’ undibulala
sukundibulala
kutheni undibulala?
ufun’ undibulala
wen’ undibulala
musa ukundibulala
ufun’ undibulala
sukundibulala
Random Song Lyrics :
- d-walk - aztra lyrics
- wonderful wino [basic tracks, alt take] [the mothers 1970] - frank zappa lyrics
- inside out (demo) - amusement parks on fire lyrics
- dami - aztra lyrics
- my world (feat. tori) - sonreem lyrics
- a vida é - bruno chaves lyrics
- camera - lil bersa lyrics
- uyarthiduvaen - ostan stars lyrics
- on the mend - carry hatchet lyrics
- 500 bars / 500 строк - saveliev a.k.a goddes lyrics