uzovuya - bravo le roux lyrics
mama, ndizobuya
ndisazam’ isonka aph’ ekapa ndiyagudla
ndiyak’thembisa ngeny’imini uzovuya
zonk’ iintsuku ezazinzima zodlula
eish, mpilo phucuka
yoh yoh yoh
yoh yoh yoh
ngeny’imini uzovuya
yoh yoh yoh
yoh yoh yoh
ngeny’imini uzovuya
yoh yoh yoh
yoh yoh yoh
mama ndizobuya
yoh yoh yoh
yoh yoh yoh
uzovuya
ndizobuya
ndisazam’ isonka aph’ ekapa ndiyagudla
ndiyak’thembisa ngeny’imini uzovuya
zonk’ iintsuku ezazinzima zodlula
eish, mpilo phucuka
mama, ndizobuya
kwelo tyotyombe ndizoku khupha
ndiyayazi kudala ndayicula longoma kodwa kulo nyaka ndiyafunga
lifikile ixesha lovuna
lifikile ixesha lovuya
lifikile ixesha, kudala uthandaza
ke ngoku iinyembezi zosulwa
abanye abantu bacinga ukuba ndibe lapha yeah maybe yi luck
nabo betshintsha be rapper ngesi xhosa becinga bazofana nam
babona (ndipusha) ndicula, ndikhula
abayazi ndizalwa nguban
elam igazi alifani
eyam indlela yabhalwa ngu mdali
nabaphantsi
proof, ubufakazi
i am the truth, ndikwa yinyani
sizoba good, andi khalazi
mncwi stru, ndiyafunga n*z*
mna kulo nyaka ndizomel’ umzantsi
imali endizoyenza izoxaka abazali
kuphele ubunzima, siphile kamnandi
mama, ndizobuya
ndisazam’ isonka aph’ ekapa ndiyagudla
ndiyak’thembisa ngeny’imini uzovuya
zonk’ iintsuku ezazinzima zodlula
eish, mpilo phucuka
ndizobuya
ndisazam’ isonka aph’ ekapa ndiyagudla
ndiyak’thembisa ngeny’imini uzovuya
zonk’ iintsuku ezazinzima zodlula
eish, mpilo phucuka
yoh yoh yoh
yoh yoh yoh
ngeny’imini uzovuya
yoh yoh yoh
yoh yoh yoh
ngeny’imini uzovuya
yoh yoh yoh
yoh yoh yoh
mama ndizobuya
yoh yoh yoh
yoh yoh yoh
uzovuya
Random Song Lyrics :
- work it - säpomannen lyrics
- we got ourselves a nodder - thyeosthyco lyrics
- yes, and? - star kids cast lyrics
- $101.17 - maxime. lyrics
- world without fear - krystal pavlović lyrics
- it might bring light - rayne blakeman lyrics
- against all odds - james1stgen lyrics
- des cendres dans mes draps - neeli lyrics
- iy hav ah lisspp - canister lyrics
- king of hearts - packhorselibrarian lyrics