
siku indlela - bucy radebe lyrics
[chorus]
noyana (noyana)
noyana (noyana)
noyana (noyana)
ethini noyana
noyana phezulu
noyana (noyana)
noyana (noyana)
noyana (noyana)
noyana (noyana)
nithini noyana
noyana phezulu
noyana (noyana)
noyana (noyana)
noyana (noyana)
noyana (noyana)
nithini noyana
eh, noyana phezulu
[verse 1]
oh, sikuyo indlela, yeliziwe lobomi
ikhaya labantu, bahlezi ngendweba
sikuyo indlela, yeliziwe lobomi
ikhaya (ikhaya labantu)
bahlezi ngengdweba (behleli ngengdweba)
[chorus]
noyana (noyana)
noyana (noyana)
noyana (noyana)
noyana (noyana)
nithini noyana
eh, noyana phezulu
noyana (noyana)
noyana (noyana)
noyana (noyana)
noyana (noyana)
nithini noyana
eh, noyana phezulu
[verse 2]
ndicina ngokuthi, usebunzimeni
usithi ngubani ongalisusayo
ityal’ elingaka, isentliziyweni?
nguyesu kuphela (nguyesu kuphela)
siy’ thandaza ke kuye (thandaza ke kuye)
[chorus]
ndiyo nicelela, ndohamba (ndohamba)
ndohamba (ndohamba)
[?] (ndohamba)
ndohamba mna (ndohamba)
eweke ndohamba (eweke ndohamba)
ndisiya phezulu (ndisiya phezulu)
[?]
Random Song Lyrics :
- ocean - goodnight goodbye lyrics
- x - killerktherapper lyrics
- ヨミガエレ (yomigaere) - franchouchou lyrics
- história mal contada (acústico) - victor gouveia lyrics
- switch it up - kai bandz lyrics
- sing - ivoxygen lyrics
- qatal - manavgeet gill lyrics
- let them go - divided minds lyrics
- sometimes i cry - barry mcguire lyrics
- 夢彷徨人 (dreamwanderer) - nana yamato lyrics