lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

onke amaxhala - chosen sg lyrics

Loading...

[verse 1]
ngexesha lokulingwa, yesu yiza;
hleze ndikuphike ’de ndimke kuwe
xa ndithandabuza, ndibiza wena;
ngothando lwakho, ungavumi ndiwe
ndiwe (ndiwe)

[verse 2]
xa izwe linditsala ngeziyolo
xa lindiph’ ubutyebi, mandingayi;
ndikhumbul’ uyesu egetsemane
mandibon’ uyesu emnqamlezweni
‘zweni (‘zweni)

[verse 3]
xa ngenceba yakho ndibulaleka
naxa kubuhlungu aph’ emhlabeni, (emhlabeni)
vuma ndisibone isandla sakho
onke amaxhala abengawakho
onke amaxhala abengawakho
onke amaxha…
xha…
xha…
xhala (xhala)
abengawakho

Random Song Lyrics :

Popular

Loading...