
izenzo - gaba cannal & zain sa lyrics
uthando lokwenyani livus’ ithemba
ithemba ke lona alibulali, liyadanisa
ndiwabonile amaphutha endiwenzile before
sendikhulile, ndifundile kwizenzo za before
ndikhe ndadlala ndadlala ndadlala
bakhe bakhala bakhala bakhala
send’ survive umkhosi ongaka, sobe ndiphinde ndidlale
ndikhe ndadlala ndadlala ndadlala
bakhe bakhala bakhala bakhala
send’ survive umkhosi ongaka, sobe ndiphinde ndidlale (sobe ndiphinde ndidlale)
aw n0b’ ungabathanda bonke
aw n0b’ ungabafuna bonke
uzof’ uzamile
awsoz’ ubagqibe
aw n0b’ ungabathanda bonke
aw n0b’ ungabafuna bonke
uzof’ uzamile
awsoz’ ubagqibe
aw n0b’ ungabathanda bonke
aw n0b’ ungabafuna bonke
uzof’ uzamile
awsoz’ ubagqibe
aw n0b’ ungabathanda bonke
aw n0b’ ungabafuna bonke
uzof’ uzamile
awsoz’ ubagqibe
awsoz’ ubagqibe
uzof’ uzamile
aw n0b’ ungabafuna bonke
awsoz’ ubagqibe
awsoz’ ubagqibe
uzof’ uzamile
aw n0b’ ungabafuna bonke
awsoz’ ubagqibe
ndikhe ndadlala ndadlala ndadlala
bakhe bakhala bakhala bakhala
send’ survive umkhosi ongaka, sobe ndiphinde ndidlale
ndikhe ndadlala ndadlala ndadlala
bakhe bakhala bakhala bakhala
send’ survive umkhosi ongaka, sobe ndiphinde ndidlale
awsoz’ ubagqibe
uzof’ uzamile
aw n0b’ ungabafuna bonke
awsoz’ ubagqibe
awsoz’ ubagqibe
uzof’ uzamile
aw n0b’ ungabafuna bonke
awsoz’ ubagqibe
Random Song Lyrics :
- позови (call me) - artem pivovarov lyrics
- the song of retrospect - moonshine lyrics
- ja ticīgs es būtu - raimonds pauls lyrics
- stop girl [english version] - u-kiss lyrics
- accendimi... - frankie hi-nrg mc lyrics
- vv - ddp lyrics
- non dimenticarti di me - mondo marcio lyrics
- lamb's bread - ub40 lyrics
- baby come on thru - madeira lyrics
- i want to be free - too $hort lyrics