lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

mandihambe nawe jesu - lusanda spiritual group lyrics

Loading...

mandihambe nawe yesu
kuzo zonke indlela zam
izwi lakho( izwi lakho)
mandilive (lonke ixesha nkosi yam)
ungoyiki (ungoyiki )
ungoyiki (mpefumlo wami)
yondikhaphi nkosi yam
noyana noyana noyana ndingaphiki
intsindiso zemvana
mandihambe (mandihambe nawe yesu)
zulandise ukholo lwam
ndonwabile (ndonwabile)
ndonwabile (imiyolo)
xa ukhoyo nkosi yam
ungoyiki ( ungoyiki)
ungoyiki mpefumlo wami
yondikhaphi nkosi yam
noyana noyana noyana ndingaphiki
intsindiso zemvana
mandihambe (mandihamb nawe yesu)
kuzo zonke izintshaba zam
wena unamandla (unamandl andinawo )
lawula lawula nkosi yam
ungoyiki (ungoyiki )
ungoyiki (mpefumlo wami)
yondikhaphi nkosi yam
noyana noyana noyana ndingaphiki
intsindiso zemvana
mandihlale (mandihlale )
mandihlale nawe yesu
kwakufika ukufa kwam
uzundamkele (undamkele ezulwini )
kuwe nkosi yam
ungoyiki (ungoyiki )
ungoyiki (mpefumlo wami)
yondikhaphi nkosi yam
noyana noyana noyana ndingaphiki
intsindiso zemvana

Random Song Lyrics :

Popular

Loading...