
kukuwe - makhanj, stixx & deeper phil lyrics
ndiyazisonga ingalo zam ngoku
ukuba siphuma njani kulemeko
kukuwe
kukuwe
zijijekile izinto
akusafani na before
ndizame ngakonke endinako
ikuwe ngoku
ikuwe
ibhola iphethwe nguwe
lena imoshwe nguwe
n0ba ndinaso isandla
lomcimbi ungaphezulu kwam
ibhola iphethwe nguwe
lena imoshwe nguwe
n0ba ndinaso isandla
lomcimbi ungaphezulu kwam
ibhola iphethwe nguwe
lena imoshwe nguwe
n0ba ndinaso isandla
lomcimbi ungaphezulu kwam
ibhola iphethwe nguwe
lena imoshwe nguwe
n0ba ndinaso isandla
lomcimbi ungaphezulu kwam
akekho owrong
akekho right
ndizovangawe
andisazingeni mfo ka bawo
ndzovangawe
ndizamile
ukulingisq
mandive ngawe
mandive ngawe
mandive ngawe
akekho owrong
akekho right
ndizovangawe
andisazingeni mfo ka bawo
ndzovangawe
ndizamile
ukulingisq
mandive ngawe
mandive ngawe
mandive ngawe
ibhola iphethwe nguwe
lena imoshwe nguwe
n0ba ndinaso isandla
lomcimbi ungaphezulu kwam
ibhola iphethwe nguwe
lena imoshwe nguwe
n0ba ndinaso isandla
lomcimbi ungaphezulu kwam
ibhola iphethwe nguwe
lena imoshwe nguwe
n0ba ndinaso isandla
lomcimbi ungaphezulu kwam
ibhola iphethwe nguwe
lena imoshwe nguwe
n0ba ndinaso isandla
lomcimbi ungaphezulu kwam
akekho owrong
akekho right
ndizovangawe
andisazingeni mfo ka bawo
ndzovangawe
ndizamile
ukulingisq
mandive ngawe
mandive ngawe
mandive ngawe
akekho owrong
akekho right
ndizovangawe
andisazingeni mfo ka bawo
ndzovangawe
ndizamile
ukulingisq
mandive ngawe
mandive ngawe
mandive ngawe
Random Song Lyrics :
- die letzte ballade - annenmaykantereit lyrics
- ants - not klyde lyrics
- militar - bryant myers lyrics
- girafot - ג'ירפות - girafot - ג'ירפות lyrics
- she don't love me - brent's t.v. lyrics
- f5 - driveways lyrics
- chama o gerente - dany di carla lyrics
- em không đi đâu - qnt lyrics
- draumprinz - lupo lyrics
- about time - pxro lyrics