sizonyamezela - mandisi dyantyis lyrics
[verse]
n0b’ indlela inzima
sizonyamezela
sizonyamezela
n0b’ ubumnyama bundongamele
ndizonyamezela
ndizonyamezela
n0b’ imvula isina ngamandla
ndizonyamezela
ndizonyamezela
n0b’ indlela inzima
sizonyamezela
sizonyamezela
n0b’ ubumnyama busongamele
sizonyamezela
sizonyamezela
n0b’ imvula isina ngamandla
sizonyamezela
sizonyamezela
[chorus]
sizonyamezela kude kufike kupheleni
sizonyamezela kude kufike kupheleni
[verse]
n0b’ indlela inzima
sizonyamezela
sizonyamezela
n0b’ ubumnyama busongamele
nyamezela
nyamezela
n0b’ imvula isina ngamandla
nyamezela nawe
nyamezela nawe
[chorus]
sizonyamezela kude kufike kupheleni
sizonyamezela kude kufike kupheleni
nyamezela nawe
nyamezela nawe
kufike kuphele
fik’ ekupheleni
fik’ ekupheleni
fik’ ekupheleni
kufike kuphele
[outro]
ngob’ asipheli mandla
siguqa ngedolo
sicele kusomandla
sizonyamezela kude kufike kupheleni
ngob’ asipheli mandla
siguqa ngedolo
sicele kusomandla
sizonyamezela kude kufike kupheleni
ngob’ asipheli mandla
siguqa ngedolo
sicele kusomandla
sizonyamezela kude kufike kupheleni
Random Song Lyrics :
- jump - sarah violette lyrics
- no juegues conmigo - rhiff lyrics
- anchor - obscure of acacia lyrics
- wherethedemonshide - reg valley lyrics
- black kkk - big flock lyrics
- juice in my walk - rich dex lyrics
- underground king - modenine lyrics
- titoli di testa - axel reset lyrics
- kes klijentela - struka lyrics
- victim (acoustic version) - nonpoint lyrics