lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

sonwabe - mandisi dyantyis lyrics

Loading...

[verse 1]
sibonise ukukhanya kwakho
sikhusele kwingozi zalo mhlaba
siqinise sakuphelelwa ngamandla
sikhulule k*makhamandel’ esikuwo

sibonise ukukhanya kwakho
sikhusele kwingozi zalo mhlaba
siqinise sakuphelelwa ngamandla
sikhulule k*makhamandel’ esikuwo
thina ke

sibonise ukukhanya kwakho
sikhusele kwingozi zalo mhlaba
siqinise sakuphelelwa ngamandla
sikhulule k*makhamandel’ esikuwo

sibonise ukukhanya kwakho
sikhusele kwingozi zalo mhlaba
siqinise sakuphelelwa ngamandla
sikhulule k*makhamandel’ esikuwo
thina khe…

[chorus]
sonwabe, sonwabe
sonwabe, sonwabe
[verse 2]
sibonise ukukhanya kwakho
sikhusele kwingozi zalo mhlaba
siqinise sakuphelelwa ngamandla
sikhulule k*makhamandel’ esikuwo
sonwabe..

[chorus]
sonwabe (njengabany’ abantu nathi sonwabe)
sonwabe (njengabany’ abantu nathi sonwabe ke)
sonwabe (njengabany’ abantu nathi sonwabe)
sonwabe, sonwabe sonwabe
sonwabe, sonwabe sonwabe
njengabany’ abantu nathi sonwabe

Random Song Lyrics :

Popular

Loading...