
ssh - merrored lyrics
[intro]
mmmh, mmh, mmh
ha.a, ha.a
sundibamba man
[hook]
sundiqhela, sundibamba, hambela
ungalinge undingcolise ngezo zandla zakho
ungalinge undingcolise ngezo zandla zakho
sundiqhela, sundibamba, hambela
[verse]
suk’ ecandukwam kwedin
uzama ukwenza ntoni?
jonga andisosibhanxa
zange ndaba sistunxa
ndiyabeva besithi, ndinqwa nocama gwini
lento isegazini, mamela ndim umshini
kwaye ndikwi mission
yokukhulisa isizwe
andidlali nawe
andiyontangakho ndimdala
kwaye ndingu merrored
ndithi
[hook]
sundiqhela, sundibamba, hambela (iyeee)
ungalinge undingcolise ngezo zandla zakho (zandla zakho)
ungalinge undingcolise ngezo zandla zakho (zandla zakho)
sundiqhela, sundibamba, hambela (hambela)
[outro]
sundiqhela, sundibamba, hambela (iyeee)
ungalinge undingcolise ngezo zandla zakho (zandla zakho)
ungalinge undingcolisе ngezo zandla zakho (zandla zakho)
sundiqhela, sundibamba, hambela (hambеla)
sundiqhela, sundibamba, hambela (hambela)
Random Song Lyrics :
- radiant emerald: diamond in the sky - sega lyrics
- apologies in order - skyzoo & the other guys lyrics
- mobius - xaon lyrics
- miracles - lavern baker lyrics
- how to love you? - prplxdrunk lyrics
- i am the void - entheos lyrics
- crew - dorado, jaimito el fucking escritor, johny p lyrics
- badernaria - metal wellen lyrics
- taylor swift - glitch 3am (svensk översättning) - taylor swift lyrics
- nice and slow - the song house lyrics