
iimfama ziyabona - msaki lyrics
[verse]
apho siyakhona
iimfama ziyabona
ngcambezela nawe
sodibana khona
ndakubona uphila ngasemnqamlezweni
i hear what they say
qha mnandiz′thandela wena
[chorus]
sul’inyembezi
ugqubud′ixesha
apho siya khona akukhothwa manxeba
ndakubona uphila ngasemnqamlezweni
between intando yakho
nothando lwakhe
[break]
oohhh
ooh oh!
ooh oh!
oohh weee oohh
[pre*chorus]
said i love my friend lets go to the boarders
all is nearer now we’ll run, tread the waters
im the one who knows
how beautiful you are
i hear what they say
but i loved you from the start…!
[chorus]
ooohhh mna ndizthandela wena
ooohhh mna ndizthandela wena
ooohhh mna ndizthandela wena
oohhh
ooohhh mna ndizthandela wena (iimfama ziyabona… iimfama ziyabona)
ooohhh mna ndizthandela wena (mfama ziyabona… iimfama ziyabona)
ooohhh mna ndizthandela wena (iimfama ziyabona… iimfama ziyabona)
ooohhh (mfama ziyabona, iimfama siyabona)
[verse]
apho siyakhona
iimfama ziyabona
ngcambezela nawe
sodibana khona
ndakubona uphila ngaphakathi emfazweni
its between intando yakho
nothando lwakhe
[pre*chorus]
said i love my love lets go to the boarders
all is nearer now we’ll run, tread the waters
i’m the one who knows
how beautiful you are
i hear what they say
but i loved you from the start
[chorus]
ooohhh mna ndizthandela wena
ooohhh mna ndizthandela wena
ooohhh mna ndizthandela wena
ooohhhh
ooohhh mna ndizthandela wena (iimfama ziyabona… iimfama ziyabona)
ooohhh mna ndizthandela wena (mfama ziyabona… iimfama ziyabona)
ooohhh mna ndizthandela wena (iimfama ziyabona… iimfama ziyabona)
ooohhh… (iimfama ziyabona, iimfama ziyabona)
Random Song Lyrics :
- taste - nickimusic lyrics
- anason - ömer öz lyrics
- canzone delle cose morte - pianoforte e voce - massimo venturiello & tosca lyrics
- il porto (a mesma musica) - tosca donati lyrics
- ya ya (cantalope sky) - tzu lyrics
- musket fire - blame me! lyrics
- here comes the king - isaac tarter lyrics
- matterhorn - patrick raw lyrics
- хомячок - weitovvvx lyrics
- off the list. - anara s lyrics