
uthando lwam - msaki lyrics
[verse 1]
wathi gqi ndingakulindelanga
wena wathi gqi ndingazimiselanga
kuveza intliziyo yam ngobunzulu bayo
komnye undiqubule, ndincumile ngaphakathi
lathi tha ndingalilindelanga
lelakho kwadeda amafu kwashuk*ma iintaba
nguwe unyathela njengothweswe ubukhosi
wena undiqubule, ndikuvumile
kwaye nalu uthando lwam
[chorus]
uthando lwam, uthando lwam
uthando lwam, uthando lwam
uthando lwam, uthando lwam
nal’uthando lwam
uthando lwam, uthando lwam
uthando lwam, uthando lwam
uthando lwam, uthando lwam
[verse 2]
oko wandifunda andiswelanga inyaniso
undikhapha ngokwenyama nangomphefumlo
kwaye isandla sam awusiqinisanga kwesakho
undivulile, ndikukhethile kunaphakade
[chorus]
uthando lwam, uthando lwam
uthando lwam, nal’uthando lwam
uthando lwam, uthando lwam
uthando lwam, uthando lwam
uthando lwam, uthando lwam
uthando lwam, uthando lwam
uthando lwam, uthando lwam
uthando lwam, uthando lwam
uthando lwam, nal’uthando lwam
uthando lwam, uthando lwam
uthando lwam, uthando lwam
uthando lwam, uthando lwam
Random Song Lyrics :
- that futuristic pen - chuck senim lyrics
- voloďa - illja lyrics
- mensch plant, gott lacht - smr lyrics
- what's the world coming to? - home free lyrics
- theresa - n nao lyrics
- luft - kaynbock & montez lyrics
- another chance - lounge café lyrics
- perro no come perro - el komander lyrics
- do lado de cá - chimarruts lyrics
- zone - i1 lyrics