
amagama - nathi lyrics
[intro]
makuded’ ubumnyama kuvel’ ukukhanya endleleni zam
ndyayazi ilizwi le ndod’ engenamali alivakali
ndyakuthanda ntombazana
ndyakthanda manyan nyani
andazi ndenze kanjani
[pre*chorus 1]
ndyakuthanda ntombazana
mna ndyakthanda manyan nyani
andazi ndenze kanjani
ndyakuthanda ntombazana
mna ndyakthanda manyan nyani
andazi ndenze kanjani
ndyakuthanda ntombazana
mna ndyakthanda manyan nyani
andazi ndenze kanjani
ngamagama, oh
ndiphelelwa ngamagama, hay’ hay’
ndyakuthanda ntombazana
ndyakthanda manyan nyani
andazi ndenze kanjani
ndyakuthanda ntombazana
mna ndyakthanda manyan nyani
andazi ndenze kanjani
ndyakuthanda ntombazana
mna ndyakthanda manyani nyani
[chorus 1]
ndiphelelwa ngamagama
ndiphelelwa ngamagama
ndiphelelwa ngamagama
ndiphelelwa ngamagama
[post*chorus 1]
amagama, amagama, amagama
amagama, amagama, amagama
amagama, amagama, amagama
[verse]
usistofu sam samalahle esind’khusel’ ezingqeleni zobusika
usisambulela sam selang’ esindkhusel’ emalangen’ asehlotyeni
uligungqu lam le tshokolethi, limnandi nje nge toffolux
andazi ndenze njani!
ndifun’ amagama anenyani
ndifun’ amagam’ anencasa
ndfun’ amagama anothando
ndifun’ amagama anamandla
ndifun’ amagam’ anencasa
ndfun’ amagama anothando
[pre*chorus 2]
‘smakad’ uzokukhusela phakathi kwezaqhwithela
phakathi kwezaphuselane
‘smakad’ uzokukhusela phakathi kwezaqhwithela
phakathi kwezaphuselane
ngqu mhakho ndyakuthanda mna
ngqu mhakho uyandchaza mna
ngqu mhakho ndyakuthanda mna
ngqu mhakho ndyakuthanda mna
ngqu mhakho uyandchaza mna
ngqu mhakho ndyakuthanda mna
[chorus 2]
amagama, amagama
ndiphelelwa ngamagama
ndiphelelwa ngamagama
ndiphelelwa ngamagama
ndiphelelwa ngamagama
ndiphelelwa ngamagama
ndiphelelwa ngamagama
ndiphelelwa ngamagama
ndiphelelwa ngamagama
[post*chorus 2]
amagama, amagama, amagama
ndiphelelwa ngamagama
ndiphelelwa ngamagama
ndiphelelwa ngamagama
ndiphelelwa ngamagama
[bridge]
amagam’ annyani
amagam’ anencasa
amagam’ annyani
amagam’ anencasa
amagam’ annyani
[outro]
ndiphelelwa ngamagama
Random Song Lyrics :
- 가려줘 (cover me) - stray kids lyrics
- 갠소 (genzo) - villain (빌런) lyrics
- baby you're my contraband - beatrice lyrics
- antiestrés - deeperboy lyrics
- erebor - line of durin lyrics
- le quartier est agité - 113 lyrics
- heads we're dancing (2018 remaster) - kate bush lyrics
- come play - lydia the bard lyrics
- long face - iggykad lyrics
- lihim (nuarin sasabihon) - arthur miguel lyrics