ndenzenjani - nathi lyrics
[chorus]
ndimana ndizibuz’ ukuthi ndingenza njani, hey
ndimana ndizibuz’ ukuthi ndingenza njani

[verse 1]
kolu thando ndibon’ ingozi
kolu thando ndibon’ intshaba
zezilungiswe nguw’ ezonto
ndenze njani?

[verse 2]
ndakuhliwa nasisifo
onk’ amandla am ahluthwa
ndiyazama kodwa, ndenze njani?
yiguqul’ eyam intando
yifanise nale yakho
susa konk’ ukuthandabuza
ndenze njani?
[chorus]
ndimana ndizibuz’ ukuthi ndingenza njani, hey
ndimana ndizibuz’ ukuthi ndingenza njani
ndimana ndizibuz’ ukuthi ndingenza njani, hey
ndimana ndizibuz’ ukuthi ndingenza njani
[bridge]
kolu thando ndibon’ ingozi
kolu thando ndibon’ intshaba
zezilungiswe nguw’ ezonto
ndenze njani?
[chorus]
ndimana ndizibuz’ ukuthi ndingenza njani, hey
ndimana ndizibuz’ ukuthi ndingenza njani
ndimana ndizibuz’ ukuthi ndingenza njani, hey
ndimana ndizibuz’ ukuthi ndingenza njani
ndimana ndizibuz’ ukuthi ndingenza njani, hey
ndimana ndizibuz’ ukuthi ndingenza njani
Random Song Lyrics :
- henry - lowertown lyrics
- i'll be gone - ryos lyrics
- time to rob a bank - 13kreuzx lyrics
- mo cash - emmy platinum lyrics
- tíner - álex lazarini lyrics
- puiule - cosmo (rou) lyrics
- huh (goonyverse outro) - lgoony lyrics
- yea i know - g herbo lyrics
- unaffected. - staticcc lyrics
- a.m. am - damien jurado lyrics