lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

hymn for bulie - nomfundo lyrics

Loading...

kufa sikone ngani na?
wafik’ ungamenyw*nga?
yintando kabani na le?
ebuhlungu kangaka?

kufa sikone ngani na?
wafik’ ungamenyw*nga?
yintando kabani na le?
ebuhlungu kangaka?

sovuka nakweliphupha
sisule ezimnyembezi
sakuva na xa uhleka
usithuthuzela
sisiva silahlekile
siphandlwa bubumnyama
uthixo ukuthathile
litshonile ilanga
uzuthi xa uwelile
ufike usikhonzele
utata ukulindile
lafezek’ idinga

sinxonelwa kukuthula
kwelizwi lakho mama
zusikhanyisel’ indlela
aph’ uleli khona
uzuthi xa uwelile
ufike usikhonzele
ugqwashu ukulindile
lafezek’ idinga
siziva silahlekile
sisiva silahlekile
siphandlwa bubumnyama
zusikhanyisеl’ indlela
aph’ uleli khona

Random Song Lyrics :

Popular

Loading...