imbali - phiwe-g ft lpee lyrics
[chorus]
ndikhe ndahamba ndabona
le ntombi ethandwa ndim
ndikhe ndahamba ndabona
le ntombi efunwa ndim//
ndiyakuthanda baby
ndiyakufuna baby
ndiyakuthanda baby
ndifun’ukuba nawe
{ verse 1 * phiwe*g }
bendimbon’estratwen
ndihamba namajita
xa ndimjong’emehlweni
wandijonga nam
ndifun’umenzowam
ndifun’abe ngowam
you were made for me
and we were meant to be
you my light in the dark uyayazi na? *2
you my light in the dark uyayazi na?(hey)
{ verse 2 * lpee}
yhe!!
nam ndiyak’funa *2
ndifun’ubangowakho
ube’ lubambo lwam
ngob’uncumo lwakho
lolwe golide ndiy’kuthanda baby..
{ bridge }
wena ndifun’ukwenzo wami *3(phiwe*g)
nam ndifun’uba ngowakho *3 (lpee)
[chorus]
ndikhe ndahamba ndabona
le ntombi ethandwa ndim
ndikhe ndahamba ndabona
le ntombi efunwa ndim//
ndiyakuthanda baby
ndiyakufuna baby
ndiyakuthanda baby
ndifun’ukuba nawe
Random Song Lyrics :
- grave n flow - aqualeo lyrics
- på gator röda och blå - björns band lyrics
- ma chi ti ha detto che non c'è? - gianfranco manfredi lyrics
- write it down - m.i. lyrics
- krokobil - the partysquad remix - yellow claw lyrics
- aaron burrs - blue lizard method lyrics
- you shook me all night - big and rich lyrics
- en tu sonrisa - el poder del norte lyrics
- she will freestyle - jag lyrics
- lights out - d-sisive lyrics