
mehlo am - ringo madlingozi lyrics
[chorus]
ye ntombi, ntombazana
ndcel’ ume apho, ndikukhaphe
unabani, uhamba n0bani?
ngoba andizange ndayibona
intomb’ entle kangaka
[verse 1]
awu mehlo am, yintoni le ndiyibonayo?
uk-mil’ okunje kuvela phi na?
ubuhle obunje ingaba busekhona?
ungadlali ngam mehlo am
mamela sisi wam
[chorus]
ye ntombi, ntombazana
ndcel’ ume apho, ndikukhaphe
unabani, uhamba n0bani?
ngoba andizange ndayibona
intomb’ entle kangaka
[verse 2]
we n0buhle, andikholelwa
kuthen’ uhamba wedwa?
n0ba nje liphupha lam?
yitsho nje intw’ enye ndizayenza
ndakuyek’ ukuphefumla uba uyafuna
yitsho nje! oh yitsho ntombi
[bridge]
amehlw’ an0buthongo jonga pha
ilizw’ elimyoli, yiva pha
izithw’e ezihle kangaka, khawubuke pha
limanz’ andonga, bhelukazi
[chorus]
ye ntombi, ntombazana
ndcel’ ume apho, ndikukhaphe
unabani, uhamba n0bani?
ngoba andizange ndayibona
intomb’ entle kangaka
Random Song Lyrics :
- entdeckung der langsamkeit - wirtz lyrics
- exaholic - britney spears lyrics
- dicko mode - whiteboi carti lyrics
- atj(blonded girl) - jancartii lyrics
- daddy - kay blinkz lyrics
- sosa - bramsito lyrics
- isabelle - zach hood lyrics
- runners pace - icekream lyrics
- lockdown blues - erlend øye feat. la comitiva lyrics
- woke up drunk - creature comfort lyrics