
ndikhetha lowa - sino msolo lyrics
[verse 1]
asilali namhlanje ndingafumananga
asilali namhlanje ndinga winnanga
asibuyi endlini ndingalandelw*nga
ngoba ndifuna uqonywa nam’ ndibe lisoka
[pre*chorus]
ndicela ningandithatheli we majita lomntana
ndicela ningandithatheli we majita lesimadzadza
ndicela ningandithatheli we majita lomntana
ndicela ningandithatheli we majita lesimadzadza
[chorus]
ndikhetha lowa
ndikhetha lowa
ndikhetha lowa
ndikhetha lowa
ndikhetha lowa
ndikhetha lowa
ndikhetha lowa
ndikhetha lowa
[verse 2]
asilali namhlanje ndingafumananga
asilali namhlanje ndinga winninga
asibuyi endlini ndingalandelw*nga
ngoba ndifuna uqonywa nam ndibe lisoka
[pre*chorus]
ndicela ningandithatheli we majita lomntana
ndicela ningandithatheli we majita lesimadzadza
ndicela ningandithatheli we majita lomntana
ndicela ningandithatheli we majita lesimadzadza
[chorus]
ndikhetha lowa (lona ngowam)
ndikhetha lowa (lona ngowam)
ndikhetha lowa (lona ngowam)
ndikhetha lowa (lona ngowam)
ndikhetha lowa
ndikhetha lowa
ndikhetha lowa
ndikhetha lowa
ndikhetha lowa (he ndikhethe)
ndikhetha lowa (ndikhethe)
ndikhetha lowa
ndikhetha lowa
Random Song Lyrics :
- passage dans saison 3 épisode 3 - zamdane lyrics
- mogli - nobel lyrics
- kids! do you want kids (demo) - pete townshend lyrics
- snippet 14.09.2022 - horoshiyagni lyrics
- i've got no strings - benjamin evan ainsworth lyrics
- un año más - fluido lyrics
- si d'aventure - bon voyage organisation lyrics
- ne igram to - lil srećko lyrics
- mood - alan wittels lyrics
- always on my mind - ben haenow lyrics