
yibanathi - vusi nova lyrics
[verse 1: vusi nova]
messiah, ndigugqe nge dolo
phambhi kwakho ndiyakhala
smakade s’yaphela, xolela
ungas’lahli ngelixesha eli njena
el shaddai adonai thethelela ndiyakucela, xolela
nom’ indlela inameva, ndithembe wena
nom’ iz’ vunguvungu zomoya zingafika mna ndithembe wena
ndithembe wena
[chorus: vusi nova]
bawo yibanathi
nge lixesha elinje
usixolele izono zethu
bawo yibanathi
nge lixesha elinje
usixolele izono zethu
[verse 2: dumi mkokstad]
xa ukhona thixo, ne cebo likhona
xa ukhona thixo, nе ndlela i khona
noma ke thixo, ungawu cishanga lo umlilo
kodwa yibanathi kuwo, yibanthi
[chorus: vusi nova & dumi mkokstad]
bawo yibanathi
nge lixеsha elinje
usixolele izono zethu
bawo yibanathi
nge lixesha elinje
usixolele izono zethu
[bridge: vusi nova & dumi mkokstad]
siya kudinga, oh yehova
nga phandle kwakho, singenze lutho
siya kudinga, oh yehova
xa ukhona, konke kulungile
kulungile
[chorus: vusi nova & dumi mkokstad]
bawo yibanathi
nge lixesha elinje
usixolele izono zethu
bawo yibanathi
nge lixesha elinje
usixolele izono zethu
[outro: vusi nova & dumi mkokstad]
usi*usi*usixolele izono zethu
usixolele izono zethu
usixolele izono zethu
Random Song Lyrics :
- sea of fractured dreams - the static wake lyrics
- mon coeur bat la chamade - anton (fra) lyrics
- seni düşündüm diye - k”st lyrics
- dirty harry - sunshine christo lyrics
- pico - kid quill lyrics
- gold earrings - pazzlert lyrics
- flowerr - lancey foux & plaqueboymax lyrics
- паутина (web) - кiт (cat) lyrics
- hard to let go - statelaw lyrics
- prea mult - interlude - tedi lyrics