lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

ukhula egadini - xhanti nokwali lyrics

Loading...

ininz’ intw’ enzim’ emagxen’ ukwehla nje
phantsi kwemigod’ onyana
[?] ubuhlungu beny’ indoda kukuzuza kwenye
izuza bani le golide?

indohlule le nyewe
ndikhangel’ amagama okukhanyis’ indlela
lud’ ukhul’ egadini
bath’ ababomn’ unyana mhla washiy’ ikhaya
unyana wayotshon’ ehilllbrow

ulukhun’ umhlaba aph’ ekhaya
sicela imvula
sicela amanzi
sicel’ amadlelo aluhlaza
ukwanda kwemvuyo
unyana way’ etshonela, simcelel’ indlel’ emhlophe

yhuu mvelingqangi
athobele ilanga
kukhanyise nenyanga
wombese nenkcubeko
uphozis’ amanxeb’ emfazw’ enzima

lud’ ukhul’ egadini
indohlule le nyewe
ndikhangel’ amagama okukhanyis’ indlela
lud’ ukhul’ egadini
bath’ ababomn’ unyana mhla washiy’ ikhaya
unyana wahamba wahamba waya lee
wathi yhoo

ndathi xa ndivuka ndibon’ iindaba
kwathi ndamkele vele ndiyikhombe ndiyikhomb’ ekhaya
bath’ abomthetho unyelwe ngumqaji
uthi sinentliziyw’ ezinde
kanti waz’ umongameli
imshiyile
elimele
bamfumene
uzamile [?] ezindongeni
irhuluwa
inukile
wasuka le
watshona le
bapheth’ amabhunguza
ntaba, ntaba, ntaba
bakhulule
uthobel’ umlamo
uphelis’ indlala
ntaba, ntaba, ntaba
bakhulule
uthobel’ umlamo
uphelis’ indlala
wakhala wathi yhoo
wathi woo
indohlule le nyewe
ndikhangel’ amagama okukhanyis’ indlela
lud’ ukhul’ egadini
bath’ ababomn’ unyana mhla washiy’ ikhaya
unyana wayotshon’ ehillbrow

Random Song Lyrics :

Popular

Loading...