
incwad' encane - zahara lyrics
ngeny’imini ndathi ndivuka
ndabona incwadi encane
ndabona ayiveli k-mama lena
xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam
ndaqhubeka mna ndafunda
ndifund’incwadi encane
ithi andazi ndobuya nini na
ndisathath’uhambo lwam
ndizokhangela phi na
(ndizobuza bani na)
mna ndifun’ubonisthandwa sam
(mna ndifun’ubona isthandwa sam)
ndizobuza kubani na
(ndizobuza bani na)
mna ndifun’ubona isthandwa sam
(uma ndifun’ubona isthandwa sam)
ndizokhangela phi na
(ndizobuza bani na)
mna ndifun’ubonisthandwa sam
(ma ndifun’ubona isthandwa sam)
ndizobuza kubanina
(ndizobuza bani na)
mna ndifun’ubona isthandwa sam
(ma ndifun’ubona isthandwa sam)
ngeny’imini ndathi ndivuka
ndadibana nencwadi encane
ndabona ayiveli k-mama lena
xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam
ndaqhubeka mna ndafunda
ndifund’ incwadi encane
ithi andazi ndobuya nini na
ndisathath’uhambo lwam
ndizokhangela phi na
(ndizobuza bani na)
mna ndifun’ ubon’ isthandwa sam
(ma ndifun’ubona isthandwa sam)
ndizobuza kubanina
(ndizobuza bani na)
mna ndifun’ubona isthandwa sam
(mna ndifun’ubona isthandwa sam)
ndizokhangela phi na
(ndizobuza bani na)
mna ndifun’ubonisthandwa sam
(uma ndifun’ubona isthandwa sam)
ndizobuza kubanina
(ndizobuza bani na)
mna ndifun’ubona isthandwa sam
(mna ndifun’ubona isthandwa sam)
ndavhunza ndavhunza
ndavhunza akaendepiko
hona mudiwa w-ngu
mudiwa w-ngu wepamoyo
dzoka zvako akaende piko
moyo w-ngu unorwadza ndikakufunga
misodzi yobuda
hoo na yobuda
mudiwaw-ngu dzoka iwe ai ndichakurinda
ndati dzoka zvako
ndizokhangela phi na
mna ndifun’ubonisthandwa sam
(mna ndifun’ubona isthandwa sam)
ndizobuza kubanina
mna ndifun’ubona isthandwa sam
(mna ndifun’ubona isthandwa sam)
ndizokhangela phi na
mna ndifun’ubonisthandwa sam
(mna ndifun’ubona isthandwa sam)
ndizobuza kubanina
mna ndifun’ubona isthandwa sam
(mna ndifun’ubona isthandwa sam)
ndizokhangela phi na
(ndizobuza bani na)
mna ndifun’ubonisthandwa sam
(ma ndifun’ubona isthandwa sam)
ndizobuza kubanina
(ndizobuza bani na)
mna ndifun’ubona isthandwa sam
(uma ndifun’ubona isthandwa sam)
ndizokhangela phi na
(ndizobuza bani na)
mna ndifun’ubonisthandwa sam
(uma ndifun’ubona isthandwa sam)
ndizobuza kubanina
(ndizobuza bani na)
mna ndifun’ubona isthandwa sam
Random Song Lyrics :
- split scalp - go ahead and die lyrics
- ты как? (how are you?) - anthony very virta lyrics
- ne prihodi - alldiza lyrics
- sleep - fury rampage lyrics
- foste tu - blaya lyrics
- in my head (cupid freestyle) - jakub tłumaczenia lyrics
- 夢ができたの (yumegadekitano) (acoustic ver.) - 鷹嶺ルイ (takane lui) lyrics
- niemand is bijzonder - pommelien thijs lyrics
- scorpion grass - bakuri babunashvili lyrics
- petit géant - alexandre poulin lyrics