
nqaba yam - zahara lyrics
[verse 1]
ndifihle kuwe nqaba yam
izilingo zindilngile ndalingeka nam
bazame ukundenza
esiyatha nam ndayathazeka
[prechorus]
ndithemba wena
mandingaze ndidaniswe
ngowa ngowathemba
mandingaze ndidaniswe
[verse 2]
ndigqatshukelwe ngu[?]
isiphongo sam ndamosha
sula kaloku nqaba yam
bamb’ elingachithekanga ikhe
bendisiva ndisesihogweni
khawuleza kaloku
[pre*chorus]
ndithemba wena
mandingaze ndidaniswe
ngowa ngowathemba
mandingaze ndidaniswe
[chorus]
ndizifihla kuwe
nqaba yam, bhongo lam
ulithemba lam
ndizifihla kuwe
nqaba yam, bhongo lam
ulithemba lam
ndizifihla kuwe
nqaba yam, bhongo lam
ulithemba lam
ndizifihla kuwe
nqaba yam, bhongo lam
ulithemba lam
[pre*chorus]
ndithemba wena
mandingaze ndidaniswe
ngowa ngowathеmba
mandingaze ndidaniswe
[chorus]
ndizifihla kuwe
nqaba yam, bhongo lam
ulithеmba lam
ndizifihla kuwe
nqaba yam, bhongo lam
ulithemba lam
ndizifihla kuwe
nqaba yam, bhongo lam
ulithemba lam
ndizifihla kuwe
nqaba yam, bhongo lam
ulithemba lam
[outro]
nqaba yam
bhongo lam ulithemba lam
uyinqaba yami
nqaba yam
bhongo lam ulithemba lam
ndizifihla kuwe
nqaba yam
bhongo lam ulithemba lam
ndizifihla kuwe
nqaba yam
bhongo lam ulithemba lam
Random Song Lyrics :
- iii - relapse (hc) lyrics
- rockstar - king cobra hi c lyrics
- treze anos, nove meses - josé mário branco lyrics
- ассамблея (assembly) - zack fair lyrics
- freestyle 7863 - cherry emotional lyrics
- starý z hory, čo zver svoju budzogánem pobil - malokarpatan lyrics
- caliente - terapia lyrics
- nel'amor s'e mudo - emma shapplin lyrics
- moverse - chango beat lyrics
- time - airmow lyrics