lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu nomathemba – a1-ncesh, n.sleazy, mr sk

Loading...

a1*ncesh
we nomathemba themba lami
we nomathemba themba lami
ndiyakthanda nomathemba
ndizok’shata nomathemba
ndiyakthanda nomathemba
ndizok’shata nomathemba
we nomathemba themba lami
we nomathemba themba lami
ndiyakthanda nomathemba
ndizok’shata nomathemba
ndiyakthanda nomathemba
we nomathemba themba lami
we nomathemba themba lami
ndiyakthanda nomathemba
ndizok’shata nomathemba
ndiyakthanda nomathemba
ndizok’shata nomathemba

n. sleazy:
ubabheke beqathana kodwa olwethu luzokhula
i’ll never let you down babe n0ba send’sokola
listen in this true love ndithi i mean phulaphula
bendifuna onje ngawe babe kudala ndizula zula
i don’t wanna see you again babe ndikubone ukhala
n0ba sekubanda like inyanga yekhala
ndavele ndakuthanda like umlimi eqala uk’fula
ndibane ndikukhuza xa uqala ufuna ukuphuza
majita ayakubiza ngoba wona afuna ukubuza
adlala lamazaza ngoba wona an0buzaza
kodwa wandithembisa wathi olwethu ngu forever
sthandwa olwethu uthando ngeke luhambe nezikhukhula
we nomathemba themba lami
we nomathemba themba lami
ndiyakthanda nomathemba
ndizok’shata nomathemba
sk:
you know girl ndithanda wena
it’s been so long ndifuna wena
i’m so happy ndik’fumene
and izinto zitshintsha nganye
mara wena ungundofa naye
ndinothando lokwenyani
s’feel(e) crazy sobay 2
veske ndicinge into ezimnandi
thina sifanelene siyazithanda into ezimnandi
take your time and enjoy with me
sizakhele elethu ibali
thula my darling on valentine uyeyam imbali
i heard besithi uthando aluboni
ukuba mandithule ngawe akuvumi
maybe you feed me nge vamna
now ndiyimfama
ndibona wena only
ndiyakuvuma ungumaqondana

we nomathemba themba lami
we nomathemba themba lami
ndiyakthanda nomathemba
ndizok’shata nomathemba
ndiyakthanda nomathemba
ndizok’shata nomathemba
we nomathemba themba lami
we nomathemba themba lami
ndiyakthanda nomathemba
ndizok’shata nomathemba
ndiyakthanda nomathemba
we nomathemba themba lami
we nomathemba themba lami
ndiyakthanda nomathemba
ndizok’shata nomathemba
ndiyakthanda nomathemba
ndizok’shata nomathemba

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...