lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu ebhayi – ami faku

Loading...

[intro]
sohlangana ebhayi

[verse 1]
amehlo abomvu, kudinikile
nabatshana bami banqabile
bathi: “fun’ imali bo!”
bathi: “uvel’ egoli!”
ndikhweli eteksini
ndimva esithi: “engaphuma etvini lo!”
uthi mak’thini?

[pre-chorus]
ndiyayaz’ ndiphilelan’
ndinamandla okuqhubeka
at least ndiyazi kufudumele ekhaya

[chorus]
hayi yeah
nii halile
sohlangana ebhayi
sobonana ebhayi
hayi yeah
nii halile
sohlangana ebhayi
sobonana ebhayi

[verse 2]
ndam’kelekile ekhaya xa beng’bona
bathi: “molo, unjani?
ndiright, akhonto.”

[pre-chorus]
ndiyayaz’ ndiphilelan’
ndinamandla wok’qhubeka
at least ndiyazi kufudumele ekhaya

[chorus]
hayi yeah
nii halile
sohlangana ebhayi
sobonana ebhayi
hayi yeah
nii halile
sohlangana ebhayi
sobonana ebhayi

[bridge]
oh! thina, thina, thina, thina
siyeza lana mama (zoo-mpe-mpe-mpe)
eh! thina, thina, thina, thina
siyeza lana mama (zoo-mpe-mpe-mpe)

[chorus]
hayi yeah
nii halile (woah-oh)
sohlangana ebhayi
sobonana ebhayi
hayi yeah (hayi yeah)
nii halile (nihalile)
sohlangana ebhayi (yeah yeah)
sobonana ebhayi (ayyi!)

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...