lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu ndikhethe wena – ami faku

Loading...

[intro]
mmm aah yelele aah
mmm aah mmm aaah
mmm

[verse 1]
ndandihleli ndendwa
wazonc-ma nam’
ndathatheka sibekwa
ndithand’ ubuhle bakho baby
ndiyababona bonke
akekho ofana nawe
usis’phiwo k-m’

[chorus]
kubo bonke
ndikhethe wena (ndikhethe wena (wena), ndikhethe wena)
kubo bonke
ndikhethe wena (ndikhethe wena (wena), ndikhethe wena)

[verse 2]
ebumnyameni
ndimamele inhliziyo yami
inombuzo uthi, ungandonwabisa?
ubomi bami bonke ndifunana nomuntu onguwe
bengiphelelwe ithemba
kwakhanya ngawe

[chorus]
kubo bonke
ndikhethe wena (ndikhethe wena (wena), ndikhethe wena)
kubo bonke
ndikhethe wena (ndikhethe wena (wena), ndikhethe wena)

[bridge]
aaha ndihlele nawe
amehlo wakho agcwele uthando (agcwele uthando)

[chorus]
kubo bonke sthandwa sami
ndikhethe wena (ndikhethe wena (wena), ndikhethe wena)
kubo bonke (abantu, ndikhethe wena)

[outro]
mmm aah yelele ah mmm
aah mmm aah
mmm

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...