lirik lagu tshomi yam – ami faku
[verse 1]
ndisol’ imini endadibana nawe ng*yo
wafika wathatha ubuhle bempilo yami
ndoze ndiphinde ndikuthembe njani ye?
and’sakufuni empilweni yami
[pre*chorus]
ndiphanse ndafa tshoma
ndiphanse ndafa tshoma
iimpundulu zakho ziyandilandela
ndiphanse ndafa tshoma
ndiphanse ndafa tshoma
iimpundulu zakho ziyandilandela
[chorus]
ziyandilandela
ziyandilandela (landela)
ziyandilandela (landela)
ziyandilandela
ziyandilandela (uyitshomi emdaka)
ziyandilandela
ziyandilandela (ziyandilandela)
ziyandilandela (ohh)
ziyandilandela
ziyandilandela
[verse 2]
uphantse wandenzela wandenzela phantsi
uyitshomi tshomi emdaka
uphanse wandenzela ndenzela phantsi
uyitshomi tshomi emdaka
[pre*chorus]
ndiphanse ndafa tshoma
ndiphanse ndafa tshoma
iimpundulu zakho ziyandilandela
ndiphanse ndafa tshoma
ndiphanse ndafa tshoma
iimpundulu zakho ziyandilandela
[chorus]
ziyandilandela
ziyandilandela (landela)
ziyandilandela (landela)
ziyandilandela (uyitshomi emdaka)
ziyandilandela
ziyandilandela (ziyandilandela)
ziyandilandela (ohh)
ziyandilandela
[bridge]
ndiphanse ndafa ndafa
ndiphanse ndafa ndafa
ziyandilandela
[chorus]
ziyandilandela
ziyandilandela (landela)
ziyandilandela (landela)
ziyandilandela (uyitshomi emdaka)
ziyandilandela
ziyandilandela (ziyandilandela)
ziyandilandela (ohh)
ziyandilandela
[outro]
ngaze ngiphinde
ngaze ngiphinde
ngaze ngiphinde
landela ziyandilandela
ziyandilandela
landela ziyandilandela ohh
ziyandilandela!
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu armand hammer › lirik lagu f.u.b.u. – armand hammer
- kumpulan lirik lagu joe blu › lirik lagu mad pills – joe blu
- kumpulan lirik lagu naive thieves › lirik lagu hair of the dog – naive thieves
- kumpulan lirik lagu dayvion clayborn › lirik lagu chase falls – dayvion clayborn
- kumpulan lirik lagu kushaufguss › lirik lagu 3 am – kushaufguss
- kumpulan lirik lagu ade t › lirik lagu 4 am, (featuring mya k, new world ray) – ade t
- kumpulan lirik lagu andres queens › lirik lagu best of you (extended) – andres (queens)
- kumpulan lirik lagu iamdele › lirik lagu slurpee (freestyle) – iamdele
- kumpulan lirik lagu juan morelli › lirik lagu besito en el espejo – juan morelli
- kumpulan lirik lagu edit sprinter › lirik lagu bubbles – edit.sprinter