lirik lagu only bars – avee
bayasibuza senze njani kona nakona sangena,ne-stage sasi-burn(a)|
for ubhala ingoma ndibeke pen yam phantsi then ndisebenzise iqondo|
nina soloko ndiphambili efront nizibiza itraiker but never nadlala isoccer|
khandini yekeni ndihambe step by step njengo velaphi mjongeni|
coz impumelelo iseshukushuk-ma|
xa sendingena kwi whack cat njengo mngquba ziyaphaphatheka|
i’m always high kule game ngathi ngumrapper otshayi gaja|
xa ungakwazi udlala ngama ngama k-m ungumkanja|
kundala ndisiza ndirhuzuka sendide ndaphuma ipandla, khanindiyekeni nam ndivuse elam ibandla|
kum ni-easy njenge life orientation nxa sowuthetha vele utsh-tshe subject|
in-ba ndibhalela phezu kweketile ngoba lines zam whack cats ziyazibilisa|
wena uthi ndi whack uringa amasibmba»»»»
ayina chorus…. mr producer ayina chorus… bendiphelelwe zi-lines chorus andilibhalanga…. only bars
akho sidingo soba ndipheke undiyeke nditye amathambo eqondo nxa sendidlala nge lines ndidlala nge flows, joe i’m sick lyk that|
indaba ndiyeza so nxa sendingenile, indlebe zakho vele ndizikhuphe rus|
“ndim ijengele ndim ijengele”
yha check its been a long time coming|
kundala ndinibukele ndimoshana nalomculo now its my time|
ndiphethe umkatakata ndidubula zonke ebekundala zitakataka|
ndim intsinda bandala ndikukhupha amazinyo ase-front nge punch, xa sendikhupha punch lines|
ndibhala lines ezihlabekisayo ngathi ndibhala nge 3star|
soze ndizibasele kule game ndithi i’m the best cat|
mara xa sendingenile apho ndingene khona njengo sipho makhabane, idonga zejerikho ziyandilika
“indonga zejerikho ziyandilikaaaaaa”
yha hahahaha kzn… this beat is from kzn… yha what a dope beat.. salute mr virus… its a dope beat, only bars bendiphelelwe zi-lines so chorus andilibhalanga|
go to facebook search “lifa avee mlamla” i’m out… mr virus
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu rupaul › lirik lagu merry christmas, mary – rupaul
- kumpulan lirik lagu sikk feat loco › lirik lagu no where (feat. loco) – sikk feat. loco
- kumpulan lirik lagu camzino momrelle › lirik lagu vibe – camzino & momrelle
- kumpulan lirik lagu aimee allen › lirik lagu god talks – aimee allen
- kumpulan lirik lagu voices › lirik lagu my desire – voices
- kumpulan lirik lagu yung swayde › lirik lagu highs and lows – yung swayde
- kumpulan lirik lagu lawa nie geng › lirik lagu joget budak lawa – lawa nie geng
- kumpulan lirik lagu lindsey abudei › lirik lagu high – lindsey abudei
- kumpulan lirik lagu jason aldean › lirik lagu reason to love l.a. – jason aldean
- kumpulan lirik lagu tomb › lirik lagu ops – tomb