lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu ndicel’ikiss – berita

Loading...

baby ndicel’ ikiss
yiza ndik’phuze
ndicel’ ikiss

yiza nono

yisono na uk’thand’ umuntu wakho?
yisono na baby ndiyak’buza
hayi xa kunjalo kushukuthi ndizak’cel’ uxolo
yiza masthandane, sbhuqane, k’vuth’ umlilo

baby ndicel’ ikiss
yiza ndik’phuze
ndicel’ ikiss
yiza nono
ndik’funa la eduze kwam
baby ndicel’ ikiss
yiza ndik’phuze

ooh yeah
lityala na uk’thand umuntu wakho?
lityala na, baby ndiyak’buza
hayi xa kunjalo kushukuthi ndzakufel ‘etrongweni
yiza masthandane sibhuqane, k’qhum’ uthuli

yeah sana ndiyadideka ndiya locka
nyan nyan ungowami
ingathi andikholelwa
intliziyo yami, uyayikhanyisa
ikhanye ithi qwenge

baby ndicel’ ikiss
yiza ndik’phuze
ndicel’ ikiss
yiza nono
ndik’funa la eduze kwam
baby ndicel’ ikiss
yiza ndik’phuze
ndik’funa la eduze kwam
baby ndicel’ ikiss
yiza nono

wena baby
wena wena baby
wena baby
wena baby
wena wena baby
wena baby

baby ndicel’ ikiss
yiza ndik’phuze
ndicel’ ikiss
yiza nono
ndik’funa la eduze kwam
baby ndicel’ ikiss
yiza ndik’qabule
ndik’funa la eduze kwam
baby ndicel’ ikiss
yiza ndik’phuze

yiza ndik’phuze

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...