lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu sondela – binx

Loading...

sondela * binx

ndicinga ukuba bubusuku
obugqibeleleyo
ngenxa yam
nawe

akucingi

ooh ooh ooh oh oh
sondela
sondela
ooh ooh ooh oh oh
sondela
sondela

ndiyakuthanda
ndiyakufuna
ndiyakudinga
uyandithanda
uyandifuna nawe
nawe
ndiyakuthanda
ndiyakufuna
ndiyakudinga
uyandithanda
uyandifuna nawe
nawe
sinazo izinto esingaboni
oh ngasonye
kodwa ndicinga siyavumelana
sobabini

ufanele

ooh ooh ooh oh oh
sondela
sondela
ooh ooh ooh oh oh
sondela
sondela

ndiyakuthanda
ndiyakufuna
ndiyakudinga
uyandithanda
uyandifuna nawe
nawe
ndiyakuthanda
ndiyakufuna
ndiyakudinga
uyandithanda
uyandifuna nawe
nawe
ndicinga ukuba uyandifuna nawe
nawe

ahhh

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...