lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu wathula nje (overture) – black coffee

Loading...

[chorus]
yini sendihleli ndinjena ngosizi? (yini sendihleli ndinjena lusizi?)

[verse 1]
sukundiphaphazela
ndilijacu nje nguwe
pha emingcunubeni
ngumnga wodwa
pha emingcunubeni
ndiyakoyika
thetha, wathula nje?

sukundiphaphazela
ndilijacu nje nguwe
pha emingcunubeni
ngumnga wodwa
pha emingcunubeni
ndiyakoyika
thetha, wathula nje?

[chorus]
yini sendihleli ndinjena ngosizi? (yini na?)
yini?
[verse 2]
khawundiyeke mntan’omntu
lomnga undijongile
pha emingcunubeni
ngumnga wodwa
hey, hey, hey
ndiyakoyika
thetha, wathula nje?

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...