lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu wahazulwa – busi mhlongo

Loading...

[chorus]
wahazulwa ngenxa yami
liwa laphakade
kuze ndizifihle kuwe
nxeba lika yesu
nxeba lika yesu

yeyani na le mikrozo
kwelo cala lakho?
yeyegazi, yeyamanzi
ma ndihlanjululwe
ma ndihlanjululwe

wahazulwa ngenxa yami
liwa laphakade
kuze ndizifihle kuwe
nxeba lika yesu
nxeba lika yesu

yeyani na le mikrozo
kwelo cala lakho?
yeyegazi, yeyamanzi
ma ndihlanjululwe
ma ndihlanjululwe

[verse]
andinanto esandleni
ndize kanye, nkosi!
se ndondele ekrusini
ekubethelweni
ekubethelweni
[chorus]
wahazulwa ngenxa yami
liwa laphakade
kuze ndizifihle kuwe
nxeba lika yesu
nxeba lika yesu

yeyani na le mikrozo
kwelo cala lakho?
yeyegazi, yeyamanzi
ma ndihlanjululwe
ma ndihlanjululwe
ma ndihlanjululwe
ma ndihlanjululwe
ma ndihlanjululwe
ma ndihlanjululwe
ma ndihlanjululwe
ma ndihlanjululwe
ma ndihlanjululwe
ma ndihlanjululwe

[outro]
wahazulwa ngenxa yami
liwa laphakade
yeyegazi, yeyamanzi
ma ndihlanjululwe
ma ndihlanjululwe

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...