lirik lagu ingqondo – busiswa
ndihleli ndodwa
ndithathwe singcingo zam
ndibona unc-mo lwakho lodwa
ndivele ndinc-me nam
ndisuke ndicinge intsuku zethu zokuqala
ndikukroba ngelihlo elinye
ndivele ndinc-me nam
ndisakudlala ingqondo
ndithi ndiyakuthanda
ndiphinde ndithi anditsho
unc-mo lowakho lindibek’emoyeni andisakwazi nokucinga lento oyenzayo iwrongo
ndisakudlala ingqondo
ndithi ndiyakuthanda
ndiphinde ndithi anditsho
unc-mo lowakho lindibek’emoyeni andisakwazi nokucinga lento oyenzayo iwrongo
ndifuna sibe sodwa elizweni elingaziwayo
apho kunentyatyambo zodwa inyembezi zingaziwayo
(churos)
ndisakudlala inqondo ndithi ndiyakuthanda
ndiphinde ndithi anditsho
nc-mo lwakho lindibeka emoyeni
andisakwazi nokucinga lento uyenzayo iwrongo
ndisakudlala inqondo ndithi ndiyakuthanda
ndiphinde ndithi anditsho
nc-mo lwakho lindibeka emoyeni
andisakwazi nokucinga lento uyenzayo iwrongo
ndifuna sibe sodwa elizweni elingaziwayo
apho kunentyatyambo zodwa inyembezi zingaziwayo
asoze siphinde sihambe sishiyane(shiyane shiyane shiyane)
ixesha elide esizolihlala
sofa silahlane
(chorus nyana)
ndikudlala inqondo
thanda phinde ndithi anditshongo
nc-mo lwakho lindibeka emoyeni
cinga lente oyenzayo iwrongo
ndikudlala inqondo
thanda phinde ndithi anditshongo
nc-mo lwakho lindibeka emoyeni
cinga lente oyenzayo iwrongo
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu tory lanez › lirik lagu initiation – tory lanez
- kumpulan lirik lagu york cpt › lirik lagu awkwardlove – york cpt
- kumpulan lirik lagu denik armila › lirik lagu biso nyawang sing biso nyanding – denik armila
- kumpulan lirik lagu bz › lirik lagu x – b’z
- kumpulan lirik lagu egatari › lirik lagu what? – $ega@tari
- kumpulan lirik lagu the fvfth › lirik lagu i’m sorry – the fvfth
- kumpulan lirik lagu alison wonderland › lirik lagu messiah – alison wonderland
- kumpulan lirik lagu xavier sorrow › lirik lagu intermission – xavier sorrow
- kumpulan lirik lagu baths › lirik lagu out – baths
- kumpulan lirik lagu shaan › lirik lagu neend mein hai – shaan