lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu ngoku – busiswa

Loading...

abo brother oh okay
okay yep kalawa chikita (ngoku)
kalawa chikita (ngoku ngoku)
yhe kalawa chikita (ngoku ngoku)
kalawa chikita (ngoku)

naba abo brother baya dimanda
bacinga ukba fanukba auction batter
soke mamela asiabonise
asbona abosisi abafun’ uku baywa

ndim naye (ngoku)
estikini (ngoku)
ndizfikele kaloko kulomcimbi (ngoku)
ndididi dikiwe ucinga ukba ayathenga (ngoku)
ngithi sorry noncoms kaloko (hisigi)

ima kancinci
nyawo phambili
bamba ifiga
shake umzimba bhenqebhenqe paka
can i get a ell yhe (h*ll yhe)

ima kancinci
nyawo phambili
bamba ifiga
shake umzimba bhenqebhenqe paka
can i get a ell yhe (h*ll yhe)
don’t stop
(ngoku ngoku ngoku ngoku)
(ngoku ngoku ngoku ngoku)

so sesiyaphuma (ngoku)
sobethwa ngumoya (ngoku)
sithi gqiyu (ngoku)
umayinapho uyadlisa (ngoku)

maphorisa clap dj mix la (ngoku)
ngicel’ impilo uhuru bayatshisa (ngoku)
wena ufun’ ukuhamba ezinye inqgawa ziyandifisa (ngoku)
ndiyatshisa wen’ uthi (ngoku)
brother sit down (ngoku)
asiyindawo (ngoku)
my favorite part of the song is on now (ngoku)

can i get a ell yhe (h*ll yhe)
(ngoku ngoku)
can i get a ell yhe (h*ll yhe)
(ngoku ngoku ngoku ngoku)

ima kancinci
nyawo phambili
bamba ifiga
shake umzimba bhenqebhenqe paka
(ngoku ngoku ngoku ngoku)
can i get a ell yhe (h*ll yhe)
ima kancinci
nyawo phambili
bamba ifiga
shake umzimba bhenqebhenqe paka
(ngoku ngoku)
can i get a ell yhe (h*ll yhe)

it’s about time (ngoku)
kalawa chikita (ngoku)
it’s about time (ngoku)
can i get a ell yhe (h*ll yhe)

don’t stop (ngoku)
(ngoku ngoku)
don’t stop (ngoku)
it’s about time (ngoku)
kalawa chikita (ngoku)
can i get a ell yhe (h*ll yhe)

ima kancinci
nyawo phambili
bamba ifiga
shake umzimba bhenqebhenqe paka (ngoku ngoku)
can i get a ell yhe (h*ll yhe)

ima kancinci
nyawo phambili
bamba ifiga
shake umzimba bhenqebhenqe paka (ngoku ngoku)
can i get a ell yhe (h*ll yhe)

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...