lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu red bull 64 bars freestyle – dee koala

Loading...

exe shap, whuzet, k’hambani
upheth’ ukweila, queen yase khaltsha
before ndiqal’ uadressa ezikaka
khani cleane ezo ndlebe, exe xani vasa
cause le ndizoy’thetha ay’zo ngena kamnandi
kuse khona ezinye irappers ezind’qhela kak’bi
iwes kule game ndim uoledi, nizi laaitie
ndavusa irappers bezilele manyani
awunond’fanisa nezinye, asifani
xa us’faka kwi graph, ama bars awulingani
sonke singa ringa kodwa icalls asifani
s’xhosa sam sase kasi
as’fani no ifani
ndim umamakho in0ba nilibele
inspiration nil’ncance kwеli bele
industry apha ekapa nday’vusa ibilеle
ndibeke kwi feature sow’yazi ndiy’bulele
ndawina iaward, hayi enkosi ndibulele
i can do it again but this time ndicimele
niringa emva kwam, xand’thi gqi nizimele
ez’wey niz’ring*yo exe khaniz’mele
yintoni ingxaki yenu nam khani thethe
ringa nestixo se game ndik’sikele
le wey ndiyenzel’ ikhaltsha ndimamele
i dream about k!lling the game xandilele
exe, and’thand’ uphikiswa
eyam idrip, ingcwele iyaphilisa
put my hand on the bible, and’zoy’phika
ngoma zenu azi lendi, ziyagqithisa
nina niyathanda uthetha kakhulu, khanenz’ imali, niyek’ umosha
abanye benu sen’ cappa kakhulu
nidlala nge xesha, exe ndiya boxa
estudio sidinga iwash namamedi
mas’thol’ itrans’ siyobacosha
if uamanda akaz’shayi ngohamba
bakhona abanye, andizo fosta
xasibuyela endlini, khanicimeni iphone, cause andiz’shayi ngo fota
after recording ba posta ama snippet
kancane suphapha, phola
ses’thenge ijager ne case le wash ba bafuna ichampage bazoz’bona
as’kazulala sibusy siyaphanda, coz le mpilo ayimanga iyacosta
ndizohlala ndiy’lamedi ene ghoni
awunolenza ixesha aw’liboni
oko nda cute but k’le game ndi ngu totsi
ndiyabullisha kwi ndustry andixoki
uriky uthe ndiy’bakhulu akaposi
idrip and’thengi cause iza nge posi
oline abay3 but owam awumfogi
xaw’lay’tv soze ningand’boni
le game ay’khapheli fak’ imali uzobona

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...