lirik lagu nomawabo – gap and wages
-bridge by celtic
uuu nomawaboo,bendimthaandaaa yeahhhh,ndisamkhuuuumbuulaaaha haaah yeah
#verse 1 (wages)
ahhh 1st day ndiqal’umbona ndamthanda,kwadlul inzuku ndamtatcha,ndambamba ngeqhinga wandfaka,kwadlul’inyanga ndamtsala,nam ndimane ngotaka,zang’bekdala lonyanga,nda visit nd’ngaxelanga ndafik ehleli ne chap(u), nda saluta cwaka suke bandbamba ngo j-p(u),ndaybuz igama le mac,yathy igama ngu gap(u),ndavele ndaphuma kancinci,ndicing uzandceng’u sisi,ndavele ndavaya nde chuuu,ndimane ngobheka tuu,ndaqala ndazikisa ucinga,ekhaya kunzim’uyofika,lendaba isbindi iyasitya mxm ok ndavele ndajika,ingxak ndandityiwa zincinga,ndathy xa ndqal ufika,le b–tch yandbona ya tixa,ndava xa itheth’isithy gap yayaz nd’yakthanda wages yathand uzfaka,yhuuu ndavaya ndithwasa,le b–tch indenz sbhanxa mara asthethy lonto,namhlanj ugap linqina,le chick waybhala ndaybhala,namhlanje seyfana nexa…,plz baby girl marn khoyek inyala..
#chorus (celtic)
akusbuhlunguuu,uthand umuntu ucimbe nay’yakthanda,akukho lulaaaa,qhubekeke ngobomi bam ngaphandle kwesthandwa sammmm,bendimthandaaa yeeey wandenz isbhanxa wandenz isbhanxaaaa,samkhumbulaaa(yeeey) kodw andsoze ndibuyele emvaaa,bendimthanda (yey) wandenz isbhanxa wandenz isbhanxaaa,samkhumbula kodw andisoze ndibuyele kuuuye heee
#verse 2 (gap)
yes..eish now i’m feeling doooown qaqanjelw yintloko,bambo lwam acting like a b–tch on my siblings kphele nenc0ko,ngu nomawabo,ndqal’umbona it was 2001,sh was hot cute apho loktion ingu number 1,f-ck love ndkhumbula,it was one on one,ndikphulul isandla sakho ubuso bakho ndakxelel ibingu mrs south african,mane fika nge holidays,i never thot she would brayk my heart,k-mbula on valentines day i bought her roses but what she did she bought me enemies,ngu nomawabo ngu nomawabo,f–k you nomawabo,ubuth’awjoli!! ndathy usho?? wathy awxoki,now whaat the fu–k is this?? ngubani yena lomjita,you know whaaat? its over yes its over,i don’t even wana see you again ulixoki!,ndiphuma ngomnyango heart broken my slogan was soz ndphind ndiz comit ever again,the pain on my eyes i swear ubunozbon inyembez ebsweni,ngu “nomawabo”,the one she use to tell me that sh loves me,sh’l die for me,bye lolie,uzubuyise everything i ever bought you!,including eza high-chopsi,ndakthengela on your birthday andfuni story,suzulisa ngoz’lilisa thizzz our end of the days,incase you wondering sendiyfumene enyi cherry…
#chorus (celtic)
akusbuhlunguuu,uthand umuntu ucimbe nay’yakthanda,akukho lulaaaa,qhubekeke ngobomi bam ngaphandle kwesthandwa sammmm,bendimthandaaa yeeey wandenz isbhanxa wandenz isbhanxaaaa,samkhumbulaaa(yeeey) kodw andsoze ndibuyele emvaaa,bendimthanda (yey) wandenz isbhanxa wandenz isbhanxaaa,samkhumbula kodw andisoze ndibuyele kuuuye heee
#bridge (celtic)
nomawaboo yhooo heee
wandenz isbhanxaaaa haaaah yeeeah
yeah samkhumbulaaaaa yeah
nomawabo,nomawabo!!
noomawabo
-the end………….
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu lil culture › lirik lagu lil culture depressed with rizz – lil culture
- kumpulan lirik lagu slayvannah › lirik lagu nasty angel (angel mix) – slayvannah
- kumpulan lirik lagu kidnfinity › lirik lagu iinsiide out – kidnfinity
- kumpulan lirik lagu zorz › lirik lagu nem voltam bátor – zorz
- kumpulan lirik lagu ranin › lirik lagu paghèros – freestyle – ranin
- kumpulan lirik lagu yecr › lirik lagu why i love – yecr
- kumpulan lirik lagu cream soda › lirik lagu целыми (all) – cream soda
- kumpulan lirik lagu elina › lirik lagu apologize – elina
- kumpulan lirik lagu alan rose › lirik lagu boston medical center – alan rose
- kumpulan lirik lagu steve ramone › lirik lagu break away – steve ramone