lirik lagu see live – ifani
see live, come and see live, si-live no c-live
hey yi hip hop heads lena br’iey, uphamene…
[verse 1]
batsho kwakudala madala’aban’tabadala bathi indlala inamanyama izidala akufane langa uzilahle tu
ngoku ndiyilantanga yethanga ndiphakathi kwethanga and u mama wandiyala wathi “nyan’am yitya i-vegetables”
ifani sugeza uhleli nje ufuna u-crenka uhleli nje ufuna azeka ufun’ibeef unamandl’egusha
zange ndaba-gullible bam’apho ndiyabatyhala kude bayadlala k-m umnyama ngumbalabala o-colourful
hayi tshini e-africa
ndim i-star(easter) pasika
imile tshini inantsika push-push gxantshintsha
[?]uzumbuze ulatika
intsomi ndiyayibalisa hlala phantsi ube comfortable
naz’ezam iflow hayi bhuti yiza nezakho
ndikufak’inqindi ndifak’ilogo ye azapo
yes i want bread e bhayi sikhule ngo sasko
uzuma ngu tom cruise lemitshini i-imposible(mission imposible)
ndiv’uwara wara magwala ndidlalwa ligwalagwala
ndidlalwa yi atlanta s’udlala chief ndilibhakabhaka
nina nisalala
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu hillsong worship › lirik lagu take heart (mmxx) – hillsong worship
- kumpulan lirik lagu mlody pedro › lirik lagu 00 – młody pedro
- kumpulan lirik lagu malz monday › lirik lagu conflicted – malz monday
- kumpulan lirik lagu driveways › lirik lagu perennials – driveways
- kumpulan lirik lagu lil keed › lirik lagu nasty – lil keed
- kumpulan lirik lagu joe bonamassa › lirik lagu scarlet town – joe bonamassa
- kumpulan lirik lagu laai › lirik lagu criminal – laai
- kumpulan lirik lagu charlesbourgeoisie › lirik lagu tournade – charlesbourgeoisie
- kumpulan lirik lagu missy lancaster › lirik lagu wild – missy lancaster
- kumpulan lirik lagu glesbygdn › lirik lagu blod – glesbygd’n