lirik lagu myekeni lo – jaziel brothers feat. ifani
ndicish ndaphosw ndisith alukh
ndancam ndisith alusekho
basekhon nabanjen
basekhn nabathand ngempel
zange ngalbon uthando olunjen
ndalphiw uthand olunjen
oluth k-m hlal k-mnand hlal
nom kunzim
ngthanda ngalendlel anc-m ngay
xa esith uyangthand
ngthanda lendlel atheth ngay xa esith ndonile (×2)
myeken lo(ngowam)
myeken lona (ngubambo lwam)
myeken lona (ngowam)
myeken lona (sisthandw sam)
ndandith mna uthand alukh
ndisith mna kudlalw nje
basekhn nabanjen
basekhn nabathanda ngempel
zange ngalbon uthando olunje
ndalphiw uthando olunje
oluth k-m hlal k-mnand nom kunzim
ngthanda lendlel anc-m ngay
xa esith uyandthanda
ndthanda le ndlel atheth ngay
xa esith ngmoshile
ndthanda le ndlel anc-m ngay
xa esith uyandthand
ndthanda le ndlel atheth ngay
xa esith ndonile
myeken lo(ngowam)
myeken lo(ubambo lwam)
(thats ryt)myeken lona(ngowam) ayy manni sisthandwa sam
sisthandw sam.uthando lwakh
tshin zolulelw.n-balukh
tshin zolutheng
nom line kiss zindi
diss impintshi
zoluleq
ndfun emale ninzi
zokubheja.ndfun uktheng i ring
for wena
ndfun xa ubhidw yiskoli uth
yo ndmhle gqith for wen
aiiybo.uyakhon .yeb uthando lwakh
liyakhon
zund xolele ndiyakholw
zund xelele ndizokbon
zindaka zam uyandthakatha
madam zith k-m
uyaloy .ndth bbe subahhoy .
izishuman zino mona
ndiyabulel bawo… ndizithob
ndyabulel bawo… ngalothand
ndiyabulel bawo… wayenz indab
ndiyabulel nkos.nam ndithandile
ndthandile nkos.unginikile somandla(sisthandw sam)
undinikil nkos.(ubambo lwam)
undinikil somandl(sisthandw sam)
ndthanda la endlel anc-m ngay xa
esith uyandthand
ndthand la ndlel
atheth ngay xa esith ndmoshile×2
myeken lona…(ngowam)
myeken lona…(lubambo lwam)
myeken lona(ngowam)
myeken lona .sisthandw sam
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu ivan campo › lirik lagu the great con – ivan campo
- kumpulan lirik lagu swamp dogg › lirik lagu pass the sugar – swamp dogg
- kumpulan lirik lagu torres › lirik lagu good scare – torres
- kumpulan lirik lagu marc jones › lirik lagu alright – marc jones
- kumpulan lirik lagu juaninacka dj makei y all day › lirik lagu intro good música – juaninacka, dj makei y all day
- kumpulan lirik lagu darren espanto › lirik lagu sana ngayong pasko – darren espanto
- kumpulan lirik lagu the cardboard crowns › lirik lagu hats off – the cardboard crowns
- kumpulan lirik lagu 2017 broadway cast of sunday in the park with george › lirik lagu no life – 2017 broadway cast of sunday in the park with george
- kumpulan lirik lagu melanie martinez › lirik lagu cry baby (remix) – melanie martinez
- kumpulan lirik lagu the real hepburn › lirik lagu slime (gummy) – the real hepburn