lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu khanya – jblaq_sa

Loading...

(blaq made magic on the beat)
ndandihamba
ndifun’ iminyango yongena
xandi lala
ndiphupha ndisephandle

ndiphupha kukhanya
ndiqabel emaqongeni
xandisiya
ingathi ndif*kame emaqandeni

kuzolunga
kuzo khanya
kuzolunga ha ah
kuzo kha*nya

kuzolunga
kuzo khanya
kuzolunga ha ah
kuzo kha*nya

ubunzim’endikubo
bundongamele
bathi qina ntombazana
k’dala ndisiwa mama
lid’elithuba
ndilindile
minints’iminyaka ndizama zama

makude kukhanye
kuded’ubumnyama bant’abadala
khani ndivulel’ indlela

khanyisa* ah
indlela yam
vuthisa* ah
ikhandlela lam
khanyisa* a
khany*isa ah*a*ah

iye
iye hei
yeah he he hei

ndandihamba
ndifun’ iminyango yongena
xandi lala
ndiphupha ndisephandle

ndiphupha kukhanya
ndiqabel emaqongeni
xandisiya
ingathi ndif*kame emaqandeni
kuzolunga
kuzo khanya
kuzolunga ha ah
kuzo kha*nya

kuzolunga
kuzo khanya
kuzolunga ha ah

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...