lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu ikhaya lam – kelvin momo

Loading...

likude ikhaya lam’
likude ikhaya lam’
ndizakhele izihlobo zam’
ndizi zamele ubomi bam’
yandisa
khulula umoya wam’
susa ixhala lam’
likude ikhaya lam’

oh bawo andisuka kuwe ndophalala njenga manzi
ungandishiyi, khanyisa
bawo xandi shiywa nguwe ndophalala njenga manzi
zungandiyekeleli khanyisa khanyisa

laba bantu ngabam’ bayandithanda
bayando mbatha
naxa ndilila bayand’ khuthaza
bakhethelwe mna
baya khathala ebum’ nyameni
naxa ndisindwa

likude ikhaya lam’ (ay hay ay hay ay hay ay hay)
likude ikhaya lam’ (ay hay ay hay ay hay ay hay)
likude ikhaya lam’
likude ikhaya lam’
likude ikhaya lam’
likude ikhaya lam’
likude ikhaya lam’
likude ikhaya lam’
likude ikhaya lam’
ndizakhele izihlobo zam’
ndizi zamele ubomi bam’
yandisa
khulula umoya wam’
susa ixhala lam’

ohh bawo xandisuka kuwe ndophalala njenga manzi
ungandishiyi, khanyisa
bawo xandi shiywa nguwe ndophalala njenga manzi
zungandiyekeleli khanyisa khanyisa

likude ikhaya lam’
likude ikhaya lam’
likude ikhaya lam’
likudе ikhaya lam’
likude ikhaya lam’
likude ikhaya lam’
likude ikhaya lam’

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...