lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu ufuna ntoni – leecore

Loading...

mh, mna ndifuna wena wedwa
andibafuni abanye
abafani nawe
s’thandwa sam kanti uphi na?
mandiqale ekuqaleni
ndiqala ukukubona ndaqoqa ndakhala
ndacela uthando lwakho
wandiqoma kanjalo lovey
kodwa, wena way’phula ‘ntliziyo yam
baby girl i’ll never love again
and, i gave you everything that you wanted

ndakunika uthando lwami
wena wadlala ngalo
wena wahamba nalo
ndak’nika intliziyo yami
wena way’phula lovey
kanti wena ufuna ntoni?
kanti wena ufuna ntoni?
kanti wena ufuna ntoni?

mh, why did you do me like that?
and you know i used to love you
ndandicinga kabini, kathathu
and i thought that, you gon’ be my wifey
mh, ilobolo, omalume bezoza nenkomo
mh,kanti wena uzodlala ngami nono
ndakunika uthando lwami
wena wadlala ngalo
wena wahamba nalo
ndak’nika intliziyo yami
wena way’phula lovey
kanti wena ufuna ntoni?
kanti wena ufuna ntoni?
kanti wena ufuna ntoni?

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...