lirik lagu ekhaya – lolli native
[intro: emtee]
(oh yes sir)
(hhm)
(we came a long way)
(ah ah ah)
[chorus: emtee]
kukude ekhaya, kukude ekhaya (far away, yeah)
egoli liyashaya, silwa nedlala (ayy)
kukude ekhaya, kukude ekhaya (far away, yeah)
egoli liyashaya, silwa nedlala (ayy)
[verse 1: lolli native]
mhm, khumbul’ ekhaya, khumbul’ umama
ndimqibele s’xabene kodwa ndiyam’ khumbul’utata
sayo phanda nam’ ndicedise unozala
shona malanga nase ndlini banexhala
andisa phone, andisa bhali, khawu thumel’ intwanana
udecember ufikile, ziphi mpahla zabantwana?
cimba egautini k*mnandi, ndity’ imali namankazan’
ikati ilel’eziko apha s’phila nje nge ndlala
indoda ay’khali, ifela ngaphakathi
ye xakunzima k’vele k’nqabe nabangani
funga amahlubi, i never thought it would bе easy but this too much i’ve been locked outsidе
umastandi uthi ndinga buyi imali ye rent ndigenayo
s’pusha kanzima kodwa ay’kabikho engenayo
i swear to god ungazi k’fana nonga boni
kodw’ igauti ndiyal’bulela ngoba lind’fundis’ ubomi
[chorus: emtee]
kukude ekhaya, kukude ekhaya (far away, yeah)
egoli liyashaya, silwa nedlala (ayy)
kukude ekhaya, kukude ekhaya (far away, yeah)
egoli liyashaya, silwa nedlala (ayy)
[verse 2: lolli native]
bhali i*sms enesthembiso sobuya
ntliziyo ibhlungu, ubon’ ulilly ekhula
tata wakhe engekho kodw’izinto zizolunga
bendi gura ne tyma ’cause he was never home
kodwa ngoku ndi’fana naye, i’ve been gone for too long
time lost i can never bring back
ithemba lam’ nje kubuya ndine bag
khumbul’ekhaya but i have to be here
[bridge: emtee]
kukude ekhaya
ngale kwezi ntaba
kunini sizama?
kunini sphanda?
kukude ekhaya
ngale kwezi ntaba
kunini sizama?
kunini sphanda?
[chorus: emtee]
kukude ekhaya, kukude ekhaya (far away, yeah)
egoli liyashaya, silwa nedlala (ayy)
kukude ekhaya, kukude ekhaya (far away, yeah)
egoli liyashaya, silwa nedlala (ayy)
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu reverend j m gates › lirik lagu hitler & hell – reverend j.m. gates
- kumpulan lirik lagu cast of mamma mia here we go again › lirik lagu angel eyes – cast of “mamma mia! here we go again”
- kumpulan lirik lagu sleepboygang › lirik lagu naruto – sleepboygang
- kumpulan lirik lagu mark lanegan duke garwood › lirik lagu spaceman – mark lanegan & duke garwood
- kumpulan lirik lagu alecxander › lirik lagu i know what they say about me – alecxander
- kumpulan lirik lagu showtim3 › lirik lagu best ever in life – showtim3
- kumpulan lirik lagu genna › lirik lagu carlo taglia teste – genna
- kumpulan lirik lagu chloe › lirik lagu the usual – chloe
- kumpulan lirik lagu j1 music › lirik lagu loco – j1 music
- kumpulan lirik lagu malik may › lirik lagu more than divine – malik may