lirik lagu amandla – lolo_vandal
intro
amandlaaaa!!!!!amandla!!!! amandl’endinawo(hahahaha) ikasi indinik’amandla izwelitsha kulapho ndisuka khona e zone 8 indinik’amandla | amandla angumangaliso(haha)
(hook)
amandla!!! ngku ndiziva ndinamandlaaa!!!
ndibulel’ikasi ngokuthi lindinike amandla!!!
amandla!!! sonke siding’amandla!!!
phakamis’esosandl’ikasi lizokunika amandla!!
x2
verse 1(lolovandal)
nawe khazibuze umbuzo yeyph indawo eqandusel’ umcul’ onje | ngaphandle kwezwelitsha indawo enengqondo ezicinga nje | nank’umfanekiso ngqondweni if awyazi indawo enje | zazi awkay’ekasi if awzange uyhambe indawo enje | emini/ebusuku ngutshee emxhageni kukhal’istshetshe kwawtshona amalanga ayazimela amantshontsho kuphume okhetshe | yi roadblock endleleni izinja zesitrato zikusetshe | kukho abalungilelyo kukho nabaguqukileyo | kukh’abombethe ufele lwegusha abaqubudileyo |
emini ngabazalwane ngabazalwane ebusuku bahlafun’iyeza | bangena kwizitrato ngezitrato besithi bayasebenza |
kwi kona ngekona emini bafumaneka ez crate-in| phakathi evekini akhongxaki bafumaneka endlini |
ngempela veki kuyagwgilwana kukhala ikhoba esheeben | imela,isipaji,ifown,imali zonke ezo zithathwa emntwini |
isiphelo sakho kuhlala endlini, ebhokisini or e stoksin
(hook)
amandla!!! ngku ndiziva ndinamandlaaa!!!
ndibulel’ikasi ngokuthi lindinike amandla!!!
amandla!!! sonke siding’amandla!!!
phakamis’esosandl’ikasi lizokunika amandla!!
x2
jonga zindidi ngendidi zabantu abafumanek’ekasi | amabhujwa amagintsa abaxhaga kwa neziphilila ngerhasi |(ngamanxila ke lawo)|
kukhona osisi abaryt abazilungisileyo nangona abanye inwele zi fratsi | abanye baphez’kwe mission bathengisa umhlab’ ongezantsi |
kunzim’ekasi olova bahlafunisa intlantsi | (qgwa qhwa) hey khawye elokishini wena ubone ubomi | jong’ekasi akuphilwa ntsomi |
impahla ithathwa ingekomi | ecingweni kujinga intloko yonmntu kw-ngentseni |eyoba bekutheni kuphendula ezintwana zibhank’esikolweni |
zizo amagqal’endlela zakubona ebusuku ziyazithathela | eziythathayo ziyazidalela waphikisa ziyakuxabela | bakhona abazimpukane eziluhlaza omamgobhozi | basasaza iphepha elingelilo door to door abankqonkqozi | baxakil’omama no tata abane parashooter phof xa bebhabha abahambi bodwa bahamba ne shooter
(hook)
amandla!!! ngku ndiziva ndinamandlaaa!!!
ndibulel’ikasi ngokuthi lindinike amandla!!!
amandla!!! sonke siding’amandla!!!
phakamis’esosandl’ikasi lizokunika amandla!!
x2
verse 3(lolovandal)
ngku ndiphakamis’igama lam ngamandla | izwelitsha kulapho ndisuka khona amandla!!!| nawe phakamis’esosandla | likwazi ikasi lakho lizokunik’amandla | ndiziva ndinamandla ndi believer kwi ntlahla ngamandla | ndizakulibamb’iphepha ngamandla | izihlobo zam andizozilahla ndizaziphungulela kwezintlahla | ngob’ikasi lindiph’amandla i eastern cape ize ngamandla!!!!
lirik lagu lainnya :
- kumpulan lirik lagu seasick steve › lirik lagu heavy weight – seasick steve
- kumpulan lirik lagu afterparty › lirik lagu abito da sposa – afterparty
- kumpulan lirik lagu fantastic negrito › lirik lagu dark windows – fantastic negrito
- kumpulan lirik lagu alia feat. martina agnoletti › lirik lagu verso santiago – alia feat. martina agnoletti
- kumpulan lirik lagu enzo avitabile › lirik lagu canta palestina – enzo avitabile
- kumpulan lirik lagu uverworld › lirik lagu クオリア(all time best ver.) – uverworld
- kumpulan lirik lagu vinnie paz › lirik lagu god’s shadow – vinnie paz
- kumpulan lirik lagu snazzygrin › lirik lagu paddy – snazzygrin
- kumpulan lirik lagu logic › lirik lagu wu tang forever – logic
- kumpulan lirik lagu combichrist › lirik lagu pull the pin – combichrist