lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu buya – lungstar tida

Loading...

uhambile
washiy’ikhaya wenyuk’intaba
wanquml’amathafa
eyi
oh ho ho
ndithi buya
ubuy’elekhaya
ngob’usapho lwakho
lukulindile
ndithi buya ubuy’elekhaya
abantwana bakho
bakulindile
mus’ukuduka nezwe
ungaduki nezwe eheheheyi x2
bayakufun’ekhaya
imihla nezolo
liphuma litshona
befunana nawe
eheheyy
ohoho
buya
ndith’ubuy’elekhaya
ngob’usapho lwakho
lukulindile eheheheyi
ndithi buya ubuy’elekhaya
abantwana bakho
bakulindile eheheheyi
sekukudala
umkil’aph’ekhaya
zonkintsuku siyakukhumbula
buyaaa siyakukhumbula
yeh buyekhaya tata x2
sekudala uhambile
bayakufuna naba nabantwana bakho
buya
ndith’ubuy’elekhaya
ngob’usapho lwakho
lukulindile
ndithi buya ubuy’elekhaya
abantwana bakho
bakulindile

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...