lirikcinta.com
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

lirik lagu mama wam – mahabza

Loading...

ooh, ooh, ooh, ooh, oooouh(ooh, ooh)
mam’jwarha obekekileyo.(ooh, ooh)
this is your son, mahabza, habzito’baba
mr. diamond creator. (ooh, ooh)
this is my message to you, as your son
i love you ma,ok

ndifun’uthi enkosi(enkosi), oh enkosini(enkosini)
ndifuna ukubulela hay ujehova(jehova)
forever be grateful, ngokundikhulisa
i’ll forever be grateful, ngothando lwakho. (thando lwakho)
forever be grateful, ngenkathalo
i’ll forever be grateful, ngokundi nika impilo
ndinje*nje nje, nguwe mama
und’khulisile ndayindoda
mama wam, akekho ofana nawe. yeah
oh mama wam, mina ndiya kuthanda
oh mama wam, akekho ofana nawe. yeah
oh mama wam, mina ndiya kuthanda. yеah. (ooh, ooh, oooouh)

mama wami, yeah undi thwele iinyanga еzil’thoba (9), mama wami
mama wami, i stay far from home
ndiyak’ khumbula, ‘thanda nokwam
uyindlovukazi mama, ulijwarhakazi elihle njalo
actually imizamo yam, ndifuna k’ bemnandi (bemnandi)
ekhaya kubekho imfundumalo, angabikho okhalayo.(okhalayo)
oh mama, aw mama, oh mama
ndiphandela wena mzali
mina ndiphandela wena mzali
oh maaaaaaaaama

mama wam(oh mama wami)
akekho ofana nawe(akeeekho)
oh mama wam, mina ndiya kuthanda
oh mama wam(ungumzali wam)
mina ndiya kuthanda
oh mina ndiya kuthanda
mama wam, (akekho ofana nawe mzali) akekho ofana nawe. yeah(oh mama wam)
oh mama wam(akekho ofana nawe mzali) , mina ndiya kuthanda. (akekho ofana nawe mzali)
oh mama wam(ngithi mama wami) , akekho ofana nawe. yeah(akeeekho)
oh mama wam, akekho ofana nawe. mina ndiya kuthanda. ndiya kuthanda
oh mama wam, akekho ofana nawe
(akekho ofana nawe, yeah)
oh yeah, oh mama wam
ndiyakuthanda mna mzali(mina ndiya kuthanda)
ndiyakuthanda mzali
(oh mama) yeah
(akekho ofana nawe) yeah, yeah
mzali wam(oh mama)
(mina ndiyakutha, yeah, yeah)

lirik lagu lainnya :

YANG LAGI NGE-TRENDS...

Loading...